meaning of names πŸ’› clan names πŸ’― history

izithakazelo

Tag: usampu

Myirha Clan Names & History

Myirha,
Umzondi,
Ziyeka,
Usampu,
Thambo lenyoka lihlaba elimzondayo,
inyoka emnyama xa uyinyathele esinqeni kanti uyivisa ubuhlungu!

AmaYirha Clan Names

umYirha
uZondi
uSampu
uLanga
uZiyeka
Thambo lenyoka
Lihlaba abamzondayo

Powered by WordPress & Theme by Anders NorΓ©n

error: