Thembu, Malandela, Mnguti, Ceduma, Bhomoyi, Ntande, Maya, Mbali, Mso, Gasa, Ntsiba, Mlawu, Magwa, Sitokhwe, Mbuyazwe, Alven (Ah! Mpondombini), Gomoza (Zwelidumile), Tatana (Zanendyebo), Siduntswana (Gawulebhuduza), Baxolele (Daliwonga).
Tag: Abathembu
- Madiba â Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.
- AmaNtande â Dlomo, Sopitsho, Ngqolomsila, Zondwa ziintshaba
- Qithi â Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, uRhadu, uNomsobodwana, uSopitsho uNgqolomsila uYemyem uVela bembhentsele, Zondwa, MThembu)
- Ndungwana â u Bhejula uDiya uMaqathâ alukhuni, uVelabembhentsele uHala.
- amaNgxongo, oontsundu, bhomoyi zondwa zintshaba, osophitsho.
- AmaGcina â Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho ka Phato owathyaphakela eXonxa , Gabulâ ikhula, Malambâayendle atyâ igusha athi zizâ duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho (Bahamba bephethâisali â ihashe bakulifumanâemlungwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcini, bathi iigusha ziziduli zentaba)
- Qhudeni â UMthembu, uThukela, uQhudeni, uMkhubukeni, uGoza, uMpafane, uMthembu obhuzuzu, odla amathibane az âindlala iwile.
- Maya â oMaya, oYem Yem oSophitsho, oMagwa, oNgqolomsila, oBhomoyi
- Mpangela -Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle.
- Mpemvu â uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva
- Ndala â Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina )
- Zima â Ceduma, Sopitsho, Bhomoyi, Vela bembhentsele. (AmaZima yinzala ka Zima. Imbali ithi uZima ngumntakwabo Ntade. uNzima wayemdala ngokweminyaka kodwa ezalwa kwindlu yasekunene, uNtande ezalwa nguNdlunkulu (Great House). Siqikelela ukuba bobabini bangoonyana bakaToyi kaCeduma ka Dunakazi ka Bhomoyi ka Thembu ka Ntongakazi ka Malandela ka Njanye ka Sibiside)
Izithakazelo Zakwa-Sithole
- Jobe !
- Mondisa!
- Phumela phandle ngoba kufudumele
- Matshana!
- Mhlakaza nhlansi zingamshisi
- Ziyoshisâ abalondolozi
- Maphitha!
- Mthembu waseGubazi
- AbaThembu bengabakwaMvelase
- Ngqikazi zimnyama zingamankankazana
- Nyama kaMaqoqo
- Abayidla beyidonsisana
- Nina bakaMgidi wekhohlwa
- Nina bakaThakazelwayo
- Nina bakaMqolo
- Owadlâ omunyâ umqolo
- Nina bakaDidizâ umkhaba
- Mkhombâ olwadlâ eminyâ imikhombe
- Lwandlâ oluhambezintabeni
- Nina baseQhudeni
- Jozana olubomvanâ olundakandakana
- Qomondâ olumantinyane
- Olubukâ umuntu lumethembise
- Sengathi luzomakkhelâ umuzi, kanti phinde!
- Nina bethole intshwabadeyane
- Mthiyane Sonomo
- Nina bakaMkhwawozi
- Owakhawuzâ Mdodâ akhawuleka
- Nkomankomanâ ekhawuzâ abalondolozi
- Nina bakaNyawo zimthende, zimthendelezi.
- Ngwenyâ edlelâ ohawini
- Nina baseNyongweni
- Chakijana kaGezindaka
- Suka bekhuluma!
- Bhande kaMtshiba
- Mahamba!
- NgokuhambâuyeSwazini!
- Luhuluhulu!
- Nyokeni!
- Nina baseLangeni!
- Ninâ enabulalâ abathakathi njengoShaka
- Nadlula nawelâ uThukela
- Nina bakwaMgwayiza oyinsimbi engagobi!
AbaThembu
- NjengamaMpondo abaThembu lolunye uhlanga eTranskei olunobukhosi balo. Njengoko sele sithethe kwavokotheka ngokubaluleka kwesiduko kwimidaka yakowethu, naseBathenjini ke kunjalo. Isiduko sabaThembu sithi ‘Madiba’.
- Lukhulu ke usapho lwakwamaDiba. abantu abaninzi kwihlabathi lonke jikelele, bacinga okokuba xa kusithiwa ‘Madiba’ kubizwa igama likaRholihlahla. Hayi khona! ubizwa ngesiduko xa ebizwa ngokuba nguMadiba. Baninzi ke ooMadiba, nto nje baneefani ezahlukeneyo.
- Nantsi imizekelo; abanefani ethi ‘Mathanzima’, Dalindyebo, Mthikrakra, Joyi, Nelson Mandela, Walter Sisulu nezinye iifani, isiduko sabo bonke sithi ‘Madiba’. AbaThembu bohluke kubini: Abathembu baseRhode, nabaThembu base… Makhe sinike imbali yabantu bakwamaDiba ngokwahlukana ngokweefani zabo.