clan names πŸ’› clan history πŸ’―

izithakazelo

Tag: Dlangamandla

Mtolo Clan 😍 Iziduko zakwa Mtolo

  • Mtolo,
  • dlangamandla,
  • mabhanekazi,
  • mchenge,
  • nolwandl’ aluwelwa luwelwa zinkonjane zon’ eznamapi
  • izinja ziyaflatelana!!!

Qwabe surname 😍 Uzalo

uQwabe uzala uMahlobo
uMahlobo azale uSidinane
uSidinane azale uKhuzwayo
uKhuzwayo azale uSimamane
uSimamane azale uLufutha
uLufutha azale uMncinci
uMncinci azale uKhondlo
uKhondlo azale uPhakathwayo!

Mtolo Clan Names

Mtolo

Tolo,

Nongwadla,

Mchenge,

Bhanekazi,

Ngwenyankomo, Dlangamandla,

Zulu, Masali, Mfingo,

Amajubantlantsi,

Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha,

Kuba zithiΒ : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibon’umnt’ozayo, Nozinja ziyafulathelana, Kanti zenz’umntwana, Umlamb’ awuwelwa, Uwelwa ziinkonjane kuphela, Zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza! Oonkuni azothiwa, kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.

Page 2 of 2

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: