Mnune, Xesibe,
Doyi, Mganu, Tshomela kaMatsho,
Bhelesi, Ibhaca,
Mkhum’obhuzubhuzu njengezambane,
Matshin’ayibheke njengomntana,
Mbhathane, Khandanyawana,
Nondzabe, Matshaya ngenqawa abanye betshaya ngethambo !
Tag: Mganu
Gcuma Clan Names 💛
Nhlumayo,
Mayaba,
Xesibe Somadoda,
Mganu,
Sabela mfazi uyabizwa emazibukweni,
Sinama,
Malandelwa yintombi ithi ngithathe noma ungena nkomo inkomo uwe uqobo,
Nina eningathi nkosi kokungenkosi ngoba amakhosi yini uqobo,
Sigcuma esihle esathungwa omalokazana bebuya kotheza,
Mhlephethe,
Mabandlo ‘khukho,
Mfaphe,
Nxele,
Msinsana,
Mdak’ omnyama,
Mahlaba aybheke !!! 🙌🙌
Iziduko zakwa Mazingisa, Mazingisa Clan Names
Mazingisa,
Mganu,
Mayaba,
Malandelwa intombi ithi ndizeke,
Xesibe!
Iziduko zakwa Bomvana:
Mgweda,
Mganu,
Msila,
Mcupe!
Ump’omdaka ka Nomatwela, Khonzaphi, Thunywa,
Nditye, Gquma ne sende,
Tshemese,
Dala!
Izithakazelo zakwa Xesibe
Nxanda kaXesibe,
Mnune
Mkhuma,
Nondzaba,
Mbathane
Nondize,
Matshaya ngenqaw’ende abanye betshaya ngezimfutshane
Nxele,
Bhimbi,
Khandanyawana,
Mayitshin’eyibheka njengomntwana,
Mantsaka,
Mganu.