clan names πŸ’› clan history πŸ’―

izithakazelo

DONGO CLAN

ABANTWANA BEGAZI, BASEBUKHOSINI, OMZOYI, ONONTANDA, ONOMANDLA, OSIWANA,OVEZI , OQHIDASHE, OMBUYISA. SIZUKULWANA SIKA DAKA KAMTOSE. SIZUKULWANA SESIZUKULWANA , MZUKULWANA KA NOTYWIDI NTOZIKA DINGANA ZIKAMAKULENI ,ZIKA’MZOYI ZIKA NONTANDA, BANTWANA BEGAZI LASEBUKHOSINI. NDINGU KHAYALETHU MAKULENI NDINGOWE’SENDE LIKA MNCEDISI MAKULENI, NDINGUMTANA WESINGXOBO OYIBONA ISEKUDE INKATHAZO SUKA ABASINEKELE ABENZI BOBUBI , CAMAGU NYATHENKULU !!!!

Previous

History of Tembe

Next

Nhleko Clan Praises

6 Comments

  1. Victor

    Onke amaBhele ngamaNguni asuka phansi kwentaba zikaLenge eLadysmith eKZN kwaxhosa siMfenguzile

  2. Yolanda

    Odongo aphantsi kweyiphi tribe ngamaxhosa okanye ngamamfengu?

  3. Makuleni, ngo dongo, onyathi, ombuyisa, omzoyi, o qhidoshe, onomandla , ovezi, onomandla, ontande, Bantwana begazi lasebukhosini sizukulwana sika dingana aaaa somaxhakambela, aaaaa zindlovi

  4. Phindile

    Makhuleni, Dongo, Nyathi, Ndabezitha, Vezi, Ndicela iclan yamaBhele ukeze ifikele ekwahlukaneni ; Dongo, Langa, Dlambulo

    • BHELE
      Mna ngingu Mambane, Nodela, Sgejane, Gwebu, Shabangu, Mbhel’oluhlaza nje ngencotshane, Godide, Ndlela Ka Sompisi owabonakala ngelifu lentuli zankomo kwaba kunguSompisi Ka Guqa, Masalela, Nomashingila, Mpemba owaphemba ngamakhanda abafokazana bephemba ngomlilo, Dibandlela, Mamba, Khuboni Ka Mafu umafuz’afulele njengelifu lemvula, Mbandeni, Mngwe, Ntshangase, Norhele, Ndabezitha, Ludonga, Ngubonde, Macubane, Langa lokulunga BHELE elihle elizidla ngokuzazi, Nontanda kuphakanyiswa, Nontand’osengela abantwana xa likhithika, undlwana zinamaphela phezukwentaba kaLenge, iintwezibunwana zibutshelezana zinga zingongiwa, oomadl’egoduka khonukuze bangathinjwa lithambo lasemzini, iintw’ezingawutyiyo umbilini wempahla zity’owenyamakazi yonihlala emahlathini, oothebul’ukunatha njengabendlunkulu, ooQunta, ooMakhunga, ooNkilane, OoVaphi, ooMabandla, ooMbovani, iiNyathi ezasind’abazingeli sebeyibasele ngabasilo BHELE elo ngoba iBhele laphekwa nelitye lenyengane lavuthwa ilitye lasala ibhele lihleli, BHELE, Ngwane yezixhobo zeThukela πŸ™

      Kodwake ntangam kukho amaBhele azalwa ngu Dlambulo Ka Mamba Ka Khuboni amanye azalwa ngumnimawe Ka Dlambulo kuthwa ngu Lutshaba so thina sizalwa yinkulu Ka Mamba uDibandlela yena wazala uQunta no Mpemba.

      AmaBhele asisduko esinye ngoba onke amaBhele azalwa nguLanga yena owasungula isizwe saBhele eMbo ngoonyaka kabo1100AD, yena uzalwa nguBhele Ka Busobengwe Ka Lidiwu Ka Chino❀️

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: