clan names πŸ’› clan history πŸ’―

izithakazelo

Tag: golela

Golela surname meaning | Golela clan origin

Isibongo sakwa Golela saqala kanjani?

Igama uGolela lisho ukuvikela okanye ukukhusela. Kungokuba isizwe samaNkomo bebengabantu ebengayithandiyo into yokugonyamelwa kwabantu nokuba ayingobantu besizwe sabo . Kuyilonto bebencedisa nezizwe ezihlaselwayo zintshaba zazo besikhusela kulo madabi .Isizwe esi siphuma kwisizwe sabaNtungwa . AmaNkomo ngabantu ababukhali ebuchotsheni nangezigalo . Kwizibongo zabo uyakufumana OoMagajana , Masikane , Mtungwa

Izithakazelo zakwa Ntlangeni Clan Names

Ntlangeni
Nkomo
Yengwayo
Mntungwa
Rhaberhu
Magajana
Marhewula ntaba
Nzipho zimnyama kuqwayana
Golela
Ngelengele
Hlubi
Masikana
Nkonjane ebhabhe mafini !
Nina eningabizi mntu ngankosi ngoba nizinkosi ngokwenu !
Malinga
Mkhonto ozilolayo !! πŸ™ŒπŸΎπŸ™ŒπŸΎ

Golela Clan Praises , Golela Meaning & History

Igama uGolela lisho ukuvikela okanye ukukhusela . Kungokuba isizwe samaNKomo bebengabantu ebengayithandiyo into yokugonyamelwa kwabantu nokuba ayingobantu besizwe sabo . Kuyilonto bebencedisa nezizwe ezihlaselwayo zintshaba zazo besikhusela kulo madabi .Isizwe esi siphuma kwisizwe sabaNtungwa . AmaNkomo ngabantu ababukhali ebuchotsheni nangezigalo.

Kwizibongo zabo uyakufumana OoMagajana, Masikane, Mtungwa.

Golela : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

.

Izithakazelo zakwa Ntlangeni Clan Names

Ntlangeni Clan Names
Ntlangeni, Nkomo, Mafinya ngolimi, Rhaberhu, Magajana, Marhewula ntaba, Nzipho zimnyama kuqwayana, Golela, Malinga, Wena owalinga ukpheka inkomo ngebhodo likanopotyi, Sqwabana, Nkumbuzo, Masikana, Mkhonto ozilolayo, Yengwayo, Mntungwa !

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: