Mjoli qubulashe
mbongwa wushe
nonina mswenzela
hlathsi masindsa ngonwalu
abanye besindsa ngobulongwa umaphika nelanga
malandelwa tintombi titsingiteke umnyamana ngathi sisonka sojiwe wushe mbongwa wabongelwa tintaka ehlathsini sondzaba ka bekwa mjoli β¦kunga Shona ilanga sisebuhlanti
Tag: Mjoli Page 1 of 2
Goqolo,
Thanana,
Mabhengu,
Mjoli,
Nkumbembi,
Dokolwane,
Moya!
Wushe surname
Wushe, Mjoli, Nonina, Qubulashe, Tsafa, Tsanana, Hlatsi, Nonkasa, Mbedu, Ndlu KaSondzaba, Phathwa, Mthsi owathsi ukuwa wabhekisa amasebe ethukela, Maphungela esosini noma amakomitshi ekhona,Ntsaka uyakhala ehlathsini yathsi Joli Joli, Godongwana KaMjoli KaBhekwa KaWushe KaLufulwenja KaMageba!
Ndi ngu sinama urhadu usomadoda umalandelwa yintoni uthi ndizeke noba awunankomo ulobole ngesipha samazimba umahlamba ngobisi abanye behlamba ngamandzi unothanga limenyezela ngoku thanjiswa usinama ndokunamathela urhadu ndoku rhaduza umayaba umatshobe Ndlovu umatshinywa yibheke njengo mntwana umzondo onukela abam zondayo isizukulwana so mtshubungu, JoJo, mjoli, zimase, Mathe, Zondo, zimase, fikeni, Boyce, mgeyi, jakuja, mbulawa, ngqika, myengwa, matshoba, nonjojo!