meaning of names 💛 clan names 💯 history

izithakazelo

Tag: Tshezi

Izithakazelo zakwaTshezi Clan Names & History

Tshezi,
Ndela,
Jalamba,
Njilo-njilo,
Mkhonto’bomvu,
Mqalomde ongangenduku,
Neneza,
Fakade,
Tenza,
Nomawabo (makhanyiselwa siSthunywa Eskhulu esiphezukwentaba, ephendulayo,yena othunywe kuzomela OoTshezi kuyo intlambuluko yeMbuyusilo yoMzoNtsundu)

Umlando wakwa Tshezi.

Tshezi History

UTshezi wayeyinkosi yokuqala yamaTshezi elawula isizwe esincinci samaBomvu kwaZulu. Nalu ulwazi ngembali kaTshezi:

Ukuxabana noTshaka
UTshezi wayesoloko esilwa noTshaka ngexesha lemfazwe kaTshaka.
eMtintsasa
UTshezi wafudukela kumhlaba wamaMpondo eMtintsasa emva kokudinwa yimfazwe.
Uncedo kumaMpondo
AmaMpondo abiza amaTshezi emva kokoyiswa ngabaMhlophe abaphuma kuntlitheko lwenqanawa eLamabaza. AmaTshezi awongamela abeLungu ababulala bonke.
eMzimvubu
UTshezi wemka eMtintsasa wenyuka waya eMzimvubu, kwindawo ebizwa ngokuba kuseQankeni namhlanje.
Oonyana
UTshezi ushiye aba balandelayo oonyana: uTyingana, uMatshoba, uJalamba, noTembu bendlu enkulu. Naye washiya uCeza kwaKunene kwaMtibe kwelamaQadi.

Nxulu Clan names & History

Tshezi,
Jalamba,
Ndela,
Mangcama i-orange athenge inkomo !

Tshezi Clan Praises | Tshezi Surname

Fakade ntenza mkhabela mdibandlela
Saliwa wena walala nentombi yathi buti vuka undizeke noba ungenanto jilo jalamba wena nomqala unga ngenduku mkhonto obovu abovanga njee ubovu lingazi lamadoda wena wa lolwa ngelitje ilitje la shiyeka li tshezekile tshezi

Umlando ngamaTshezi

Ndicela ukwazi imvelaphi Yama Tshezi

Tshezi Clan Names

Tshezi Clan Names *
Zindela,
Bombho,
Bhayeka,
Mkhosana,
Mgaleli,
Mavuso,
Wena wakwa ms**u omnyama!

*Some have written to us and claimed that these are actually clan names for the Tshazi/Shazi surname and not for Tshezi as written here.
If it is possible, lets engage in the comments and agree on this issue, citing other sources if possible. thank you – Admin.

Tshezi Clan Names

  • oonjilo-njilo, oomqal’ungangentonga, 
  • oongxowa inoboya,
  • oosal’wa kulandelwa,
  • ootenza,
  • oomkhabela,
  • oo fud’olufa kade!

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: