Category: Surname meaning & origin Page 38 of 789
Leave a Reply
Leave a Reply
Leave a Reply
Leave a Reply
Ndala ka Momane, uMncotshe,Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga, Smukumuku, Ndithinina, Gayiya Mtyeshela, Nto Ezingafanele Kufa Ezifa nje kuba kufiwa, Vala Ngomthondo, Gadeni Inyo Iphela, Msunu Dumbile, Ungadumba Sube Urhala, Umalala Nendoda Ivuke Icela Umtshato, Rhama Ngezembe Ngenxa Yoswela Amalweyile…
AmaNcotshe la kuthiwa ingcambu yawo ikuSihula emaMpondweni. Abanye ababhali neengcali ngalembali zithi amaNcotshe aphuma kwindlu kaNcinjana emaMpondweni eyathi yafuduka yaya kwelabaThembu kudaladala mandulo.
Umnombo wamaNcotshe usukela kudala eMbo kuSibiside. U-Sibiside wazala uNjanye ozala uMpondomise noMpondo. U-Mpondo wazala uSihula ozala uMthwa ozala u-Santsabe ozala u-Mkhondwana ozala u-Sukude ozala u-Hlambangobubende kwindlu enkulu, wazala u-Ntlane kwelandelayo, wazala uGingqi ekunene, waze wazala uKhwalo kwiQadi lendlwenkulu, aze kwelandelayo azale uNgcwangula exhibeni. AmaNcotshe ke wona kuthiwa ayenye yezindlu zasekunene zikaNgcwangula.
Amatipa Clan Names : If you know Amatipa Clan Names or their history, please add it by leaving a REPLY below or by clicking this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply
Amantande Clan Names : If you know Amantande Clan Names or their history, please add it by leaving a REPLY below or by clicking this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply
Mqithi Clan Names : If you know Mqithi Clan Names or their history, please add it by leaving a REPLY below or by clicking this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply
Mzongozi Clan Names : If you know Mzongozi Clan Names or their history, please add it by leaving a REPLY below or by clicking this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply