Maduna, Nokhala, Msuthu, Gubevu, Jiyane, Tiba, Salathiso, Nkabinde, Salakulandelwa, Mvelase, Nondunduzela, Nozobotheka ukuthetha, Mpungutye engenamngani, Mandlamakhulu, Sivunguvungu esawisa indoda emhlangeni, Mlambunqolintaba, Gubevu elihle ngempumlo yalo, Gubevu elaqengqeleka kwiintaba zoLundi, lawela umlambo iThukela libhinqe ibheshu, Khala-khulu lokulumla abantwana koonina, wena wawela ngempalazo eyaphalazwa ngamanye amadoda, Madun’edakeni!!!
Isilo senu yiNgwe !