NgamaGcina – oXhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho kaPhato owathyaphakela eXonxa, Gabul’ikhula, Malamb’ayendle aty’igusha athi ziz’duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho!
Share this post
Related posts
AmaGcina – Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho ka Phato owathyaphakela eXonxa , Gabul’ ikhula, Malamb’ayendle aty’ igusha athi ziz’ duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho!
Madiba – Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.AmaNtande – Dlomo, Sopitsho, Ngqolomsila, Zondwa ziintshabaQithi – Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, uRhadu, uNomsobodwana, uSopitsho uNgqolomsila uYemyem uVela bembhentsele, Zondwa, MThembu)Ndungwana – u Bhejula uDiya uMaqath’ alukhuni, uVelabembhentsele uHala.amaNgxongo, oontsundu, bhomoyi zondwa zintshaba, osophitsho.AmaGcina – Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile,…
AmaGcina ziiNkosi, they're called the kings of Lady Frere. There's even a place called "KwaGcina" in Eastern Cape kuTsolo. Xhamela, Helushe, Ncancashe, Mqanakwe, Malambedlile, Nokwindla, Tyhopho ka Phato owatyhaphakela eXonxa, Gabul'ikhula, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho (Bahamba bepheth'isali - ihashi bakulifumana emlungwini)
Tiarra tokwe
Thanks for giving me the full information.abt my clan name