Mtolo
Tolo,
Mchenge,
Bhanekazi,
Ngwenyankomo, Dlangamandla,
Zulu, Masali, Mfingo,
Amajubantlantsi,
Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha,
Kuba zithiย : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibonโumntโozayo, Nozinja ziyafulathelana, Kanti zenzโumntwana, Umlambโ awuwelwa, Uwelwa ziinkonjane kuphela, Zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza! Oonkuni azothiwa, kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.