Ndingu maNgxongo uHala uSophitsho uYemyem uQolomsila uvela bembetsele !
Tag: origin Page 13 of 273
NgumaMcube lo, umbhetya, uhala,usopitjo, ungqolomsila, uvelabembhentsele, uyem-yem, ndizalwa ngumaMpandla, oombona,oduna, ngumzukulwana wamaqwathi, onzila kanzothwana, omnyamana, oontswaybana, nowamaqoco, oozikhali, oojojo, oziyeka ndim ke lowo !
Ngxabani
Meyiwa,
Rhibela,
Bhabha nomhlehlo,
ooMdatshi,
ooMabodi,
ooMabhengu,
Nontwenja yinkongolo !
Ndobetha apho ndifikelela khona, apho ndingafikeleli khona ndotsho ndinikezele kozivayo kwaye ekudala eyihamba yena lendlela, kuba nayo nenyathi ibuzwa kwaba phambili. Camagu emzini ka Bawo!
Ntsethe : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES
Oodosini : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply
Tshangisa : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply
Ngcwina : If you know any information about this surname, such as its meaning, origin, history or clan names or their history, please add the info in the comments below or click this button + ADD CLAN NAMES
Leave a Reply
PHAHLA NGA MAMPONDOMISE
YINZALA KA NTOSE
NGOTOYI,
ONDELINDABA
ONONTONGO,
OMNCETYWA, OMFAZI OBELENYE UNCANCESA PHESHEYA KOMLOMBO AMAPHAHLA ZINKOS EZINGABEKWA,
Leave a Reply