Zumbe surname | Zumbe clan & History

Ngcwina,
Zumbe,
Mabhula,
Mnxothi,
Ndalane KaNdodi,
Siqwephu solusu,
Nyama yangaphakathi,
Nyama emdaka ethandwa ngabafazi,
Mntwana wenkosi uNgcwina,
Zumbe omhle sekenentongo,
malilelwa zintombi, zibona intongo zithi zipesika,
ontongo zosulwa ngababathandayo,
Simanga sekati edla amanqathe odwa,
Mpondomise !