Khebesi, Nomndayi, Titiyane, Ngxesi, Mdande, Twane, Malobola nge cheque inkomo zikhona, Makhelela ngesityana ukuze amanzomthombo angagxobheki, Magqab akatyiwa atyiwa ziibhokwe kuba nazo zirhala !