Faku Clan Names π Faku Family Tree By admin On In Izithakazelo Faku: Nyawuza, Thahla, Ndayeni, Ziqelekazi, Ngqungqushe, Dakhile, Mpondo, Hlamba ngobubend’amanz’ekhona Share this post π’FacebookWhatsAppTwitterMoreLinkedInRedditTumblrPinterestTelegram Related posts + ADD CLAN NAMES π SEARCH π π¬ YouTube channel Amanda-FakuAyanda-FakuBandile-FakuBongani-FakuCarol-FakuElliot-Fakufakufaku family treefaku historyfaku surnameInnocent-FakuJohn-FakuKhethiwe-FakuKhulekani-FakuMandla-FakuMenzi-FakuMhlengi-FakuMkhaliphi-FakuMpume-FakuMthokozisi-FakuMusa-FakuNomthandazo-FakuNontobeko-FakuPeter-FakuSamke-FakuSandile-FakuSifiso-FakuSinenhlanhla-FakuSipho-FakuSiyabonga-FakuSnethemba-FakuThulani-FakuZakhele-FakuZandile-FakuZanele-FakuZiningi-FakuZodwa-Faku Previous Mpondo and Mpondomise Next Gadluma Clan Names π Iziduko Gadluma 2 Comments Add Comment → Khanyisile Tembaletnu Tambo Masibulele ukuva imbali ecacileyo nemnandi kangaka,itsho ndizive ndiyindoda yamadoda emadodeni,kodwa kwelinye icala ndisaziva ndilabalaba kuba kukho iindawo ezingade zivele zicacile.kukho abantu abangazalwanga bezinkulu ekuthi xa kuthethwa ngk bangaveli,bangaziwa noba babekhona umzekelo imbali yethu igxila kakhuulu kubantu abazalwa ebukhosini kube kukho abantu abangazalwanga ebukhosini abakhoyo abathi xa bekhangela umlibo wabo ungafumaneki kuba kuhanjwe nomlibo wamakhosi odwa.ukuba bekusiya ngoba ndinqwena ndinqwenela ukufumana imbali ngabantu abazalwa noMathayi lo uzalwa nguPhutha uPhutha ozalwa nguQiya ukuba ngobani kuba kukho into ethi uNduli kunye noTiyana ngabaninawa baka mathayi uyise wabo ngu Phutha,ukuba ukhona umntu onokungqina okanye aphikise makancede acacise Reply Khanyisile Tembaletnu Tambo Masibulele ukuva imbali ecacileyo nemnandi kangaka,itsho ndizive ndiyindoda yamadoda emadodeni,kodwa kwelinye icala ndisaziva ndilabalaba kuba kukho iindawo ezingade zivele zicacile.kukho abantu abangazalwanga bezinkulu ekuthi xa kuthethwa ngk bangaveli,bangaziwa noba babekhona umzekelo imbali yethu igxila kakhuulu kubantu abazalwa ebukhosini kube kukho abantu abangazalwanga ebukhosini abakhoyo abathi xa bekhangela umlibo wabo ungafumaneki kuba kuhanjwe nomlibo wamakhosi odwa.ukuba bekusiya ngoba ndinqwena ndinqwenela ukufumana imbali ngabantu abazalwa noMathayi lo uzalwa nguPhutha uPhutha ozalwa nguQiya ukuba ngobani kuba kukho into ethi uNduli kunye noTiyana ngabaninawa baka mathayi uyise wabo ngu Phutha,ukuba ukhona umntu onokungqina okanye aphikise makancede acacise Reply Leave a Reply Cancel replyYour email address will not be published. Required fields are marked *Comment * Name * Email * Website Type in the text displayed above Notify me of follow-up comments by email. Notify me of new posts by email.
Khanyisile Tembaletnu Tambo
Masibulele ukuva imbali ecacileyo nemnandi kangaka,itsho ndizive ndiyindoda yamadoda emadodeni,kodwa kwelinye icala ndisaziva ndilabalaba kuba kukho iindawo ezingade zivele zicacile.kukho abantu abangazalwanga bezinkulu ekuthi xa kuthethwa ngk bangaveli,bangaziwa noba babekhona umzekelo imbali yethu igxila kakhuulu kubantu abazalwa ebukhosini kube kukho abantu abangazalwanga ebukhosini abakhoyo abathi xa bekhangela umlibo wabo ungafumaneki kuba kuhanjwe nomlibo wamakhosi odwa.ukuba bekusiya ngoba ndinqwena ndinqwenela ukufumana imbali ngabantu abazalwa noMathayi lo uzalwa nguPhutha uPhutha ozalwa nguQiya ukuba ngobani kuba kukho into ethi uNduli kunye noTiyana ngabaninawa baka mathayi uyise wabo ngu Phutha,ukuba ukhona umntu onokungqina okanye aphikise makancede acacise