izithakazelo

clan names ๐Ÿ’› clan history ๐Ÿ’ฏ

izithakazelo

Mgebe clans & History

Mgebe,
Ndiwa,
Ndwane,
Ngobe,
Ngaleka,
Mduduma,
Mlothana !

Izithakazelo zakwa Mjengu Clan & History

Mjengu,
Soshenge,
Bhengabhunge,
Nongqasha kaNoyekwa,
NGWINYA !

AmaCwerha akwaMarotya

AmaCwerha clan names & History

OoGxarha,
OoMbonisa,
OoPotwane,
OoNgumbane,
OoBatsha, (Likhayakhulu Eli lakwaMarotya).

KwaMarotya singooFingxo,
OoKilima,
OoNgculane,
OoLego,
OoHoho,
OoNgane,

Camagu!!!

Dlamini & Ndlovu relationship (Xhosa)

uDlamini ayisosiduko qha kodwa sisizwe kuba zinintsi izindlu eziphuma kulomzi mkhulu kaDlamini. Ithi imbali ebhaliwezo nebaliswayo uNdlovu nguyise kaDlamini. UNdlovu lo naye unezindlu ezinintsi eg Malunga, Mntungwa, Gengesi, Gasela nezinye ke. Ke ngoko abalahlekanga abantu bakwa Ndlovu xa bezibiza ngoDlamini kuba bayazalana.

by Somlibo

AmaKwayi namaTshawe History

What is the relationship between the AmaKwayi and the Tshawe clans?

Amakwayi,yindlu kaGando,uPhalo walala nentombi wayenza nzima kwavela uRharhabe,yasikwa indlu ka Gando bawela umlambo iNciba kwathiwa ngamaKwayi bakwaywe kwaGcaleka,kodwa xa bezithutha bayazikhankanya isiduko zamaTshawe

AmaKwayi ayefudula ingamaTshawe. Aphuma ngexesha lokulawula kuka Gando indlu enkulu ingekabinanyana. Kwazalwa uTshiwo, athi amaphakathi umfana maka thabathe ubukhosi bakhe phofu esemncinane. Kwathi xa kusabiwa isifuba (uvalo sisabelo senkosi) kwaqala umlo yaqhekeka phakathi eka Gando neka Tshiwo. Woyiswa uGando wawezwa iNxuba. Yathi impi ka Tshiwo, โ€ wagwazeni la Makwayiโ€. Kumhla achithakala amabandla ka Gando, batsho bombathwa ligama lobu-Kwayi. 

Article by Lubabalo & Victor

Gumede clan names | Umlando

Gumede, Qwabe, Mnguni Phakathwayo Khondlo Ndabezitha, uSimamane,Wena kaMalandela, Yeyeye, Mnguni kaYeyeye !

AmaNdlane clan names & History

amaNdlane, ngooTutuse, Nomdimba, Ntlokwana ibanzana, Sopitsho, Ngqolomsila, Dlomo, Dlange, Nkonjanedlalโ€™emafini. Sewubona ke nawe uba ngabaThembu ke aba !

Omunye ubhali kanje:

Mna Namhla ndinguMdlane, uTutuse, uNomdimba, uNtlokwanโ€™ ibanzana. Kuthiwa singabaThembu, ngoko ke awuzilahli xa ukwafakela uHala, Sopitsho, Ngqolomsila, uVela bembentsele, uYem-yem.

Mzangwe clan names

Mna ndinguMzangwe, Chayi, Zongozi,Njanana, Ntubi, Msuthu !

Amazongozi clan & History

AmaZongozi, oMadla, oNinwayo, oMthathi awubaswa ubaswa ngabawaziyo, oSenzela, oWantu, oTana, Abatyityimbisi bomnqayi bengatyityimbiseli mntu, oMbunga, oMbhebe, oMantywil’esizibeni babuye nentlabathi, oMbunga, oGoshani ! ndithi molweni ntozakuthi niyathandwa ndim nonke mbambozone zehlabathi makubechosi kubehele kushenxe ubumnyama kuvele ukukhanya kuni! โค๏ธ

Nonyane clan names (praises)

Nonyane clans & History

Nonyane, Tau, Sebata sa Mariri Shibane, Shibane a Malele Shibane ya Matlabishe Lebalela la mmala wa phaga ya Moenyane. Re batho ba sekurukuru, sekurukuru se tsebeng. Re batho ba motlhwa golle dipalelo gwa sheiwa sehokolo. Ke Nonyana e kgolo Serufse maila go shupiwa Ke ba batho ba Sekurukuru se tsebeng. Skhine! Age! Shibane! Age! Tau! Age!

Page 31 of 1273

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: