Mzayiya Clan Origin and Clan Praises
Mzayiya of Magutywa are Hlubis who originated from Natal, New Castle, Mtshezi/Escourt. Mzayiya is the first son of Magutywa (Great House) Who was born in Peddie/Ngqushwa.
They are found still today at Harding, EmaZizini, and other villages, also in Tsomo where Mzayiya moved to in the 1800s with the intention of increasing Magutywaโs name.
The descendants of Magutywa of Mzayiya of Nkebeza, Tyhefu,, Msuthu of Zulu of Mjoli of Zide, of Ngwana, of Rhadebe II of Mthimkhulu I are also found in De Doorns/Western Cape, Khayelitsha/Cape Town, Strand, Gugulethu, Langalibalele Township/Langa, Delft,
The ones in Tsomo where I was born are found in Ntsitho/eGugwini, Magwatyuzeni, Qwili-Qwili eNciba, eLalini, naPhantsi kwevenkile.
Izithakazelo zakwa Mzayiya kaMagutywa zithi.
Rhadebe, Mthimkhulu, Bhungane
Ndlebentle zombini, Bhucwa
Mthimkhulu omuhle ofana neNdlazi yakwa Lokothwayo
Ngonyama yehlathi
Mafuza fulele njengefu lemvula
Nkungโ ende esingel โ iintaba,
Zulu, Mashwabada oshwabadel inkomo neempondo zayo
Rhadebe waboMdluli
Rhawโ rhawu elincokazi njenge Nkomo zalo Ngokurhawul โ iinkomo zeminy โ imizi
Inkunzi edlezinye ngokuzalisa mathokazi azo.
Unozala Zizwe ngokuzalโ amaRhawule NamaRheledwane
Usib โolude olungakhothami kwabezindlwana kodwa kwezinde liyakhothama.
Zinyane/Thole leSilo uMthimkhulu
Ngelengele elinzipho zimnyama ngokuqhwayana
Bayede Ngonyama !!