clan names 💛 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Rhadu

Isibongo sakwa Rhadu | Rhadu Clan

Ndi ngu sinama urhadu usomadoda umalandelwa yintoni uthi ndizeke noba awunankomo ulobole ngesipha samazimba umahlamba ngobisi abanye behlamba ngamandzi unothanga limenyezela ngoku thanjiswa usinama ndokunamathela urhadu ndoku rhaduza umayaba umatshobe Ndlovu umatshinywa yibheke njengo mntwana umzondo onukela abam zondayo isizukulwana so mtshubungu, JoJo, mjoli, zimase, Mathe, Zondo, zimase, fikeni, Boyce, mgeyi, jakuja, mbulawa, ngqika, myengwa, matshoba, nonjojo!

JAKUJA Clan Praises JAKUJA Meaning & History

Rhadu, Sinama, Mjoli,Somadoda, Sabela uyabizwe emazibukweni; wena Malandelwa ziintombi zithi ndizeke noba kungesipha samaZimba. Tshoba le Ndlovu eliphekuza kuvimbuk’ iiNyosi zika Xesibe. Matshina ayibheke njengo mntwana.

Ntshiza Clan Names , Ntshiza Surname Praises

Iziduko zakoNtshiza:
Mbhabha,
Malilelwa Zintombi zithi bhuti ndizeka,
andina mama, andina tata,
Gubha, Ngonyama,Mpuml’inkulu,
Rhadu, Bhayi Kacetywa,
Totoba, Simelela ngenduku ebuthelezini,
Nankazana,
Manqashe !

Xesibe Clans

AmaXesibe are a nation made up of several clans and tribes but their history is not well documented. Common clan names are:

Snama,

Rhadu,

Cwerha,

Nune,

Mayaba,

Gcuma,

Nxontsa,

Bhuku,

Mlatshenyi,

Ngqatyana,

Nondzaba,

Mbathane,

Tshomela ka Matsho,

Matshaya,

Makhuma

Mbathane,

Matshaya,

Xesibe,

Khanda’nyawana,

Matshin’ayibheke,

Ibhaca

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: