Ndaba Bhadela bona bathakazela kanje
Ndaba
Tshibase
Bhadela
Mntungwa
Nonunu
Nomangcangca
Nogubel’egoduka
Nzipho zimnyama kukuqhwaya
Nkuluka
Dzujana
Choboka nje ngoMkhoma woThukela
Nyawo zimhlophe noxa zinodaka
Ntombezintle nabayeni bazo
Bharuza
Manyuza
Njujane
Nothuli
Nomangcangca
Mvelase
Magutywa
Mgubo odliwa ngabahambi bendlela
Mntungwa ka Mbulazi ka Ndaba
Nina enithi nidla nibe niyenga umuntu ngendaba
Nompundwana zincinane yanga zingongiwa linunu entle engadli mntu
Khand’iyeza etyeni
Ngabaphakela umyeni esithebeni kuba besonga amazimba
Mihlali
Galela Surname
Ndaba Bhadela Mntungwa Tshibase Nonunu Nogubela Luthuli Zikode Bipha nunu engadli mntu kodwa eluma ngomsila kwande isizwe nkuluka.
Mihlali Galela