Ndlovu Gabula By admin On In clan, Izithakazelo, Umlando Mina ngingu Ndlovu uGabula ololwazi ngabokhokho bethu kaphawule mina ngazi kusukela kuNolo kusehla ngingajabula mangingazi imvelaphi yami oGabula otshize omanyehwa ongalonde omzikhulu obalubakhe Share this post π’FacebookWhatsAppTwitterMoreLinkedInRedditTumblrPinterestTelegram Related posts + ADD CLAN NAMES π SEARCH π π¬ YouTube channel Previous Ndlovu clan in Zimbabwe Next Ndlovu Xhosa 2 Comments Add Comment → Lubabalo Welcome Daki [email protected] Reply Lubabalo Welcome Daki Daki Ndlovu Gatsheni boyabenyathi obusomba busombuluka bafika la Eastern Cape ,eBizana umlando uhamba ngoluhlobo bazalwa ngu Mapewu noTiba kwaku ngumninawa nomkhuluwa babehamba no Ngutyana bafika balwa lo amdala wabalekela eXhoseni lo amncane wahlala kwafuneka aphathe lo amncane wathi unomkhuluwa wakhe akalandwe aphathe walandwa wabuya bathi oongutyana kumelwe aqale alwe wanikwa abantu makahambe nabo wafika wababulalisa wathukuthela ungutyana wathi akaphathe omncane wathi yena ngeke aphathe ekhona umkhuluwa wakhe akaphathe ungutyana then umhlaba wabizwa ngokuba kukwangutyana baphatha kanjalo oongutyana kumhlaba wethu thina sasi nomthi wokulandelwa ziinkomo sasineenkomo oongutyana bengenanto sisika phetsheya koThukela sikhokhelwe nguMpongo kaZingelwayo. Reply Leave a Reply Cancel replyYour email address will not be published. Required fields are marked *Comment * Name * Email * Website Type in the text displayed above Notify me of follow-up comments by email. Notify me of new posts by email.
Lubabalo Welcome Daki
[email protected]
Lubabalo Welcome Daki
Daki Ndlovu Gatsheni boyabenyathi obusomba busombuluka bafika la Eastern Cape ,eBizana umlando uhamba ngoluhlobo bazalwa ngu Mapewu noTiba kwaku ngumninawa nomkhuluwa babehamba no Ngutyana bafika balwa lo amdala wabalekela eXhoseni lo amncane wahlala kwafuneka aphathe lo amncane wathi unomkhuluwa wakhe akalandwe aphathe walandwa wabuya bathi oongutyana kumelwe aqale alwe wanikwa abantu makahambe nabo wafika wababulalisa wathukuthela ungutyana wathi akaphathe omncane wathi yena ngeke aphathe ekhona umkhuluwa wakhe akaphathe ungutyana then umhlaba wabizwa ngokuba kukwangutyana baphatha kanjalo oongutyana kumhlaba wethu thina sasi nomthi wokulandelwa ziinkomo sasineenkomo oongutyana bengenanto sisika phetsheya koThukela sikhokhelwe nguMpongo kaZingelwayo.