clan names ๐Ÿ’› clan history ๐Ÿ’ฏ

izithakazelo

Tag: Qamkazi

Nxotwe Clans & History

Nxotwe Surname info

Nxotwe, Qamkazi, Deshe, Gabazi, Nqele, Mfuza afulele njenge lifu lemvula. Njali, Njilwana, Phungane, Zaphe, Gqaqga no Qgikazi, Ngcikhwe, Ncangaphi, Yingiwe, Mthombothi, Mbelekedlana, Madidiya, Noshwana, Mnaphula, Nonxokwana
Nophemba ngembengu abanye bephemba ngentsasa, Mathundela enkundleni kuvelithokazi, Mathetha njenge nkomo esemtwini, Ntongana yentsimbi, Zibayezikhulu zikanompondwana, Mgwajobomvu phesheyakwegqili, Zihlobo Zentaba enombombo!

AmaNxotwe Clan & History

Nxotwe, Qamkazi, njali,Madidiya Gabazi, Gqagqa Nogqikazi, Phungane Zaphe, Mthombothi, Mfuza afulele njenge lifu lemvula, njilwane Mathumba mhlope njenga wenhlanzi, Ngcikhwe Noshwana Yengiwe, Nophemba ngembhengu abanye bephemba ngentsasa, Mathundele nkundleni kuveli thokazi, Mbambo mbini eyesithathu ngumnqakathi, Zibaya ezikhulu zika Nomphondwana, Zihlobezikhulu zentaba enombombo !

AmaNxotwe Clan

Nxotwe-Gqagqa kaGqikazi, Gabazi, Qamkazi, Jali, Madidiya, Phungane, Zaphe, Njilwane, Maphemba ngamaphepha amalahle ekhona, Mafuza afulele njengelifu lemvula, Malangana, Sikhomo, Mathumbโ€™amhlophe.

AmaNxotwe sisiduko phantsi kwesizwe samaMpondomise. UNxotwe uzalwa noNgcitshana kumfazi wasekunene kaNgcwina. UNgcwina eyinto kaNtose kaMalangana kaNjanya kaSkhomo kaNdunu kaMpondomise!!

Ama-Nxotwe | Nxotwe Clan

Nxotwe Qamkazi Jali Madidiya Gabazi Gqagqa Nogqikazi Phungane kaZaphe Mafuza fulele okwe lifu lemvula Malangana kaSkhomo Njilwane Mathumba mhlophe njenge wentlanzi Maphemba ngombengu abanye bephemba ngentsasa Noshwana Ngcikhwe Mbambo Mbini uba zitathu ngu Mqakathi Zibaya ezikhulu zikaNompondwana Ngcangaphe iMpondomise.

Another guest added the following:

Nxotwe,Qamkazi ,njali,Madidiya Gabazi ,Gqagqa Nogqikazi, Phungane Zaphe, Mthombothi ,Mfuza afulele njenge lifu lemvula , njilwane Mathumba mhlope njenga wenhlanzi,Ngcikhwe Noshwana Yengiwe ,Nophemba ngembhengu abanye bephemba ngentsasa ,Mathundele nkundleni kuveli thokazi,Mbambo mbini eyesithathu ngumnqakathi,Zibaya ezikhulu zika Nomphondwana,Zihlobezikhulu zentaba enombombo.

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: