The “Xesibe” Clan is some how confuses me: however for now I needed to findout how many houses from this Clan? And are they same or different?
Tag: Xesibe
AmaXesibe are a nation made up of several clans and tribes but their history is not well documented. Common clan names are:
Snama,
Cwerha,
Nune,
Mayaba,
Nxontsa,
Mlatshenyi,
Ngqatyana,
Nondzaba,
Mbathane,
Tshomela ka Matsho,
Matshaya,
Makhuma
Mbathane,
Matshaya,
Xesibe,
Khanda’nyawana,
Matshin’ayibheke,
Ibhaca
AmaXesibe
- Xesibe – Nxanda kaXesibe, Mnune Mkhuma, Nondzaba, Mbathane, Nondize, Bhelesi, Matshaya ngenqaw’ende abanye betshaya ngezimfutshane, Nxele, Bhimbi, Khandanyawana, Mayitshin’eyibheka njengomntwana, Mantsaka, Mganu. Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho
- Qwathi – Dikela, Noni, Noqaz’ indlela. Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqaz’indlel’ebhek’ebuNguni. KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooS’ximba, etc.
- Mambi – Nxontsa ka Xesibe, uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu, Mntshontsho, uSabela uyabizwa emazibukweni)
- Matshaya – Mbathane
Izithakazelo zakwa Xesibe
Nxanda kaXesibe,
Mnune
Mkhuma,
Nondzaba,
Mbathane
Nondize,
Matshaya ngenqaw’ende abanye betshaya ngezimfutshane
Nxele,
Bhimbi,
Khandanyawana,
Mayitshin’eyibheka njengomntwana,
Mantsaka,
Mganu.