clan names 💛 clan history 💯

izithakazelo

Tag: Mbhamla

Dandala Clan Praises Dandala Meaning & History

Dandala Clan history:

Nkamangane
Mfaz’obelelide oncancisa intsana

Phesheya koMlambo
Dandala is a younger brother of Daka and Sifolo the twins

He is from the Left House of Bhuku.
Bhuku a Xesibe by birth from the House of iNkosi uMganu ka Xesibe of the iQadi lika Xesibe
They are found in Eastern Cape emaXesibeni “Mount Aylief” Alfred Ndzo district.

Their Ruler is the Royal House of King JoJo ka Mjoli a Sinama Xesibe also descended from King Mganu though The Sinama don’t include Mganu in their praise names because are excepted.

It’s only the Nxontsa great Son of Xesibe II, son of Mganu son of Xesibe I, son of Njanya that are praised as Mganu and Xesibe.

The Sinama are paramount Chiefs/ Kings, while Nxontsa’s are Minor Chiefs, with the Fikeni of Sinama.

Dandala clan praises:

Dandala

Bhuku

Sinqashe

Nkama game
Mfaz’ obelelide oncancisa intsana,

Phesheya nomlambo

Mazila ngomkhonto abafokazi bezila ngezinyembezi

Mbhamla, nina Baka Ncosa

Nina Baka Nobande ka Mlomo

Mahlafuna ka Msesane

Owazonda ukufa emntwini
Thole leS’lwane

Tshiya kutshaz’ umbani

Mamemeza eseGxeni

Noshwabede !! 🙌🏾🙌🏾

Bhuku Clan Names

Iziduko zakwa Bhuku

Bhuku:

Sinqasha,

Nkamangane,

Mbhamla,

Mfazi obele lide oncancisela ngaphesheya komfula,

iingonyama ezigqumela ngaphakathi ngokuthanda isizwe sama Xesibe

Others know them this way:

Bhuku Clan

Bhuku

Sinqashe
Nkamangane

Mfaz’obelelide oncancisa intsana phesheya koMlambo

Mazila ngomkhonto, abafokazi bezila ngezinyembezi
Mbhamla
Nina baka Ncosa
Nina Baka Nobande kaMlomo
Mahlafuna kaMsesane
Owazonda ukufa emntwini

Thole leSilo
Ntshiya, zitshawule imibane

Noshwabade!

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: