Tag: Mnangwe
âȘ AmaTshawe â Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, Ngcwangu
âȘ AmaKhwemte â Dabane, Gqabaza, Sgadi, Mekhi, Ntswentswe, Fulashe, Nojaholo, Ncibane, Qhanqolo, Ntlokwenyathi, Ngququ, venge.
âȘ AmaNkabane â Majeke, Mayeye
âȘ AmaJwarha â Mtimka, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Mbelu, Ndabase, Bantwâabahle noba baphethâ izikhali,
âȘ AmaKwayi â Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcondâoneentshaba
âȘ AmaCirha â ooNcibane, Khawuta, Nojaholo, Mhlantla, Nyembezana, Mhlathendlovu, uDlakalashe, Ntswentswe, Qhanqolo, Ntlokwenyani, Sihlobo SikaPhalo, Hlomlâiphuthi lidala linempondo, MGcaleka
âȘ Krila â Mbamba, Thangana, Bodlinja, Mbamba, Krila, Rhaso, Mbombo, Gcaleka, Nkomo zibomvu namatholâazo, Nqele, Bhurhu, Mayisithe, Nomazele, Gobingca, bhukuxa umthondo uwujongise emntwini
âȘ Qocwa â Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga, Mbizana, Mabombo
âȘ Mtakwenda â Leta, Libele, Tyebelendle, Ngcwadi, Kwangeshe, Mentuko, Mboyi, Solizembe
âȘ Thangana â Krila,Mtengwana, Rhaso, Mâbamba, Bodlinja, Gobingca
âȘ Tyani â Mduma, Mbengo, Gabela, Zotsho.
AbaThembu
âȘ Madiba â Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.
âȘ AmaNtande â Dlomo, Sopitsho, Ngqolomsila, Zondwa ziintshaba
âȘ Qithi â Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, uRhadu, uNomsobodwana, uSopitsho uNgqolomsila uYemyem uVela bembhentsele, Zondwa, MThembu)
âȘ Ndungwana â u Bhejula uDiya uMaqathâ alukhuni, uVelabembhentsele uHala.
âȘ amaNgxongo, oontsundu, bhomoyi zondwa zintshaba, osophitsho.
âȘ AmaGcina â Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho ka Phato owathyaphakela eXonxa , Gabulâ ikhula, Malambâayendle atyâ igusha athi zizâ duli zethafa, Nxego, Butsolo beentonga, Dlelanga, Ntlonipho (Bahamba bephethâisali â ihashe bakulifumanâemlungwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcini, bathi iigusha ziziduli zentaba)
âȘ Qhudeni â UMthembu, uThukela, uQhudeni, uMkhubukeni, uGoza, uMpafane, uMthembu obhuzuzu, odla amathibane az âindlala iwile.
âȘ Maya â oMaya, oYem Yem oSophitsho, oMagwa, oNgqolomsila, oBhomoyi
âȘ Mpangela -Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle.
âȘ Mpemvu â uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva
âȘ Ndala â Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina )
âȘ Zima â Ceduma, Sopitsho, Bhomoyi, Vela bembhentsele. (AmaZima yinzala ka Zima. Imbali ithi uZima ngumntakwabo Ntade. uNzima wayemdala ngokweminyaka kodwa ezalwa kwindlu yasekunene, uNtande ezalwa nguNdlunkulu (Great House). Siqikelela ukuba bobabini bangoonyana bakaToyi kaCeduma ka Dunakazi ka Bhomoyi ka Thembu ka Ntongakazi ka Malandela ka Njanye ka Sibiside)
AmaBomvana
âȘ Gebe (Mgebe/ Hegebe) â
âȘ Tshezi â uTshezi, uTenza, uFakade, uSaliwa, uJalamba, uSkhabela, uCetshane, Mqalâ ongangenduku, Njilo-njilo kuya ngaselwandle, uNdela, uNeneza, iNkonjane emnyama ebhabâ emafini, iinzwana zakwaBomvana, iinto ezinomkhitha kodwa zimithondâwemide, iNyoka emnyama ecanda isiziba, uMkhonto, uMalala nentombi ivuke ithi bhuti ndizeke noba kungeshumi leesheleni, inkosi ezingazange zibuthengâubokhosi. Zinto ezityafileyo ingathi zidla umcuku.
âȘ Gqwarhu â omhlophe, Khawu, Ntenge, Mtabasa ka Dingana, Jalamba
EzamaGqunukhwebe
âȘ AmaGiqwa â Mvamba, Jingqi, Jikijwa
âȘ OoSithathu â Chisana, Ndebe, Hase
âȘ AmaNqarhwane â Ziduli, Hintsabe
âȘ AmaSukwini â Dibashe, Lawu
âȘ Tshonyane, Chungwa, Dikiza, Sawu, Tota, Simke, Khwane, Hani, Zulu, Mthuzimele, Gqunukhwebe, Nkomo zâbomvu .
âȘ Cethe â Chizama, Mlanjana, Bhurhuma, Ncenceza, Mbambo zinomongo, yintâetyâinyama ekrwada, uHani, malahlâaluthuthu ayatshisa wawanyathela ungafa
âȘ Gqunu
âȘ amaGqwashu
âȘ Sithathu
AbeSuthu
âȘ AmaNgqosini â Gaba, Mjobi, Thithiba, Cihoshe, Nozinga, Mntâwomlambo, Thikoloshe, Ndoko, Mbokodwâemnyama Kahili, Msuthu)
âȘ AmaMfene â Hlathi, Lisa, Jambase, Sanzanza, Canzi, Buswayo, Zangomva eliweni, Msuthu.
âȘ AmaMvundle â Ncilashe, Msuthu, Bhayi, Khetshe, Mkhumbeni
âȘ Mvulane â Umsuthu, Mvulane, Ncilashe, Nyokâemnyamâecandiziziba, Nja ziyafâlathena ngathi azifunani kanti zenzimikhuba, Vumba lempongo liyanuka, Ozalwa nguThamsanqa, ozalwa nguSmamane, kaMvimbi, kaMaxambele, Phezu koMbhashe, kwintili zeBityi. Lufafa olude!!! Umdakâomnyama ongeva sepha.. Zithini ezakho izibongo? Enye indlu yaseMamvulaneni,
âȘ Mkhumbeni â Bhayi, Khetshe, Vundle, Ncilashe, Inyokâemnyama ecandiziziba, uGwaca, uMevamhlophe, uCamsholo, uNomtshoni, umthokrakra ongatyiwa nazibhokhwe, uZawukana, uMsuthu..
âȘ Maduna â Nokhala, Msuthu, Gubevu, Jiyane, Mpungushe, Mandlâamakhulu, Sivunguvungâ esawisâ indoda emahlangeni, imamba kandidini ngoba ngimesabile, uNokhala owawela ngempalazo eyaphalazwa ngamadoda, Maduna omuhle ngekhala lakhe, isilo esinamadevu emlonyeni, Ngaculende emabalabala njenge ngwe, iinkomo ezingqukuva azibuyi emzini xa bekulotyolwe ngazo, Ngubâengcuka, Tiba, Mvelase, Salathiso, Novikothekâukuthetha, Mlambâunqolintaba, UMaduna owaqengqeleka kwiintaba zoLundi wawela umlambo Ithukela ebhinqe izikhakha. Madunâedakeniiii!!!! Malobola ngezângadane osaba ezineâmpondo zahlaba abakhwekazi. Laduma izulu uMagqakaza ubengasekho ekhaya!!!
âȘ Gambu â Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi
âȘ Ndzaba â Msuthu, Bhili, Mancoba, Gase, Mwelase, into ezehla ezintabeni/ezinkahlambeni zishubele ngenqatha lehasheâŠ
EzamaMpondo
âȘ OoNyawuza â Nyawuza â Faku ofakayo, ungathi uyifakile kanti uyikade eboyeni, Yindlana, Dakhile, Thahla, Ndayeni, Mpondo, Hlamba ngobubendâamanzâekhona
âȘ AmaNtlane â Mfusana, Ndendela, Gxididi
âȘ AmaZangwa â Khwalo, Mlanjana, Ncuthu, Sohobese, ooNkuma
âȘ Khwalo â Mzangwa, Ncuthu, Mlanjana, Mpondozephela, Ungqoqwana, Sohebese
âȘ Khwetshube
âȘ Tshomane
âȘ Khiwa â Qwebeda, Khonjwayo,Ngcekula, Ndzondela, Hlaka, Ngetu, Phoswa, Silwanyana, Makalanyana, Sikhehlana
âȘ Khonjwayo â uChithwayo uzala uKhonjwayo, uKhonjwayo azale uKhiwa, uKhiwa uzele uNgcekula(Inkosi eyayiphethe ngexesha lakudala ihlonitshiwe)uNgcekula uzele uNdzondela kwindlu yake enkulu(Great House) ,noNtsikinyani ekunene(Right House).UNdzondela wazala uHlaka, uHlaka wazala uNgetu, uNgetu wazala uPhoswa, uPhoswa wazala uSilwanyana, uSilwanyana wazala uMakalanyana, uMakalanyana wazala uSikhehlana, uSikhehlana yena uzala uTatana. Ngoku singena kwinzala yendlu yasekunene kaNgcekula, uNtsikinyana uzele uMakhanda, uMakhanda wazala uNogemane kwiGreat House, kwiRight house wazala uThungana. Masiqale kwindlu enkulu, uNogemane uzele uGwadiso(Dumile), uGwadiso wazala uGodloza, uGodloza yena wazala uNtenteni, uNtenteni wazala uGobizithwana(uZwelidumile) waza ke yena uGobizithwana wazala uDumisani inkosi enkulu ephethe isizwe samaKhonjwayo ngoku. Kanti ke uThungana yena wobunene buka Makhanda uzele uSithelo, uSithelo wazala uPhonyela, uPhonyela wazala uMakhizinyani, uMakhizinyani yena wazala uHlathikhulu, uHlathikhulu yena uzala uThulani.
EzamaMpondomise
âȘ Jola â Mphankomo, Jolinkomo, Phahlo, Qengeba, Mthwakazi, Sabe, Ndlebâendlovu, Mzi welanga. Somarhwarhwa, Ngwanya, Somadolo, Zwelibanzi, Marholisa, Nomakhala, Njuza, Sthukuthezi, sithandwa mhla kukubi, hoshode, hakaha, mfazâ obele ânye omabele made, oncancisa naphesheya komlambo. Yeyesa, Chirwa, Lembethe, Mgema, Mfazâobelelide, Gcuma, Ndzabela, Thole lenkwakha, Isibhekubhu esibhebhesha sakulo Yokazi. EsiMpondo zisibhebhelele Ngubholokodlâuphila kuzenzela Mayaba, Ngubo ayinxitywa, Mbarha, Bhukhana, Hobo, Zwelibanzi, Zanemvula, Vambane, Ithole lomthwakazi, Mqeke, thayithayi kade bemthibela, mpumlo engqongqosholo njengengulube, ubholokodlela kuphila kuzenzela
âȘ Debeza â OoJebe, Nonyanya, Nongoqo, Mbeka, Ntshiyini Bathi uqumbile, Khonkcoshe Mbokodo engava mkwetsho, Xwebisa, Nomanjiya, Mgodâongeva mkhwitsho, Shleka nanja, Longwâelingacholwa nangabafazi. (ubuKumkani bamaMpondomise bulapha, kummandla wase Tsolo, Qumbu & Mthatha)
âȘ AmaQadi â Dosini, Ngwenya, Ngcwina
âȘ AmaMpinga â Senzwa, Mawawa, Wawuzile, Bholokoqoshe, Ntoyomntwana ingaphuma uboya ilingene abadala, ingaxhonywa exhantini seyiyeyezinja (ooMpinga ngamaMpondomise uMpinga uzalwa nguNtose)
âȘ AmaMpehle â Vengwa, Dikana, Cabashe, Nohushe
âȘ Skhomo â Umntu womlambo,Tshangisa, Mhlatyana, Rhudulu, uNxubâongafiyo ofa ngokuvuthelwa, Mngwevu, Jola, Manzâamnyama, Qengebe, Mhaga, Oshode, uNjanye, uNcuku, Zitha, Ngcengane, Bodlinyama, Nonkasa, Ufakâinyama emlanjeni iphumâivuthiwe, uWashota, intonga yokugqugqisa amankazana phezu komlanjana. Njuza, Nabela Mntwini, Gaduka, Mduma, Zulu khaya labangcwele, Mngwevu, Mpondomise, Athâamanyamadoda ebalâinkomo abe yena ebalâinkwenkwezi. Isilo somlambo apho zihlelikhona ingwevu zethu ziphulula uswazi lokuqeqesha oomakoti zibafundisa ukuhlonipha ikhaya. Omathandwa mhla kukubi, Hlakanakwena!
âȘ Gxarha -Cwerha, Vambane, Mahlahla, Mlawu, Potwana
âȘ AmaNgxabane
âȘ OoNgcitshana
âȘ OoNxotha
âȘ AmaQadi â Dosini, Mqadi, Ngqwili, Nondlobe,Ngcwina, Ngwenya
âȘ OoGcanga
âȘ OoDosini
âȘ Nxuba â Mduma, Rhudulu, Mngcengane
âȘ AmaNgwevu
âȘ OoQhinebe â Gqugqugqu, Zithonga-zithathu, Haha, Njemnyama, Nondela, Phazima, Mpondomise, Mlunjwa, Phalela, Mkhomanzi, Duka namahlathi, Umthâ omde owavelela eHoyita!
âȘ OoMhaga â (noSabe, Amawelâukuzana, uQwetha noGqubushe)
âȘ OoMabhengu
âȘ OoMnjuza
âȘ OoBhukwana â ooMbara, Mtshobo, Phaphulengonyama, Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo
âȘ OoZongozi â ooSenzela ooPhondo liyagexeza (bazalwa nguNtose kaCirha ikumkani yamaMpondomise, hayi lo wamaXhosa)
âȘ OoNdobe
âȘ OoFola
âȘ OoNxasana â NguSikonza, uNxasana, uTotoba, uDunjane, uMalilelwaziintombi zithi ndizeke, adinamama andinatata, uBhili, uMagazo, uLunguza, gastyeketye umbona obomvu othandwa ngabantwana
âȘ OoNqana
âȘ OoDedeza
âȘ OoKrancolo
âȘ Magoba â ooNziphazi,
âȘ Mpehle
âȘ Skhoji â (Inzala ka William Saunders wase Scotland)
AmaMbo/ AmaMfengu (aquka amanye kumaHlubi, amaBhele, amaZizi, amaNgwane, etc.)
âȘ Maduna â Gubevu, Nokhala
âȘ Nkomo â Mntungwa, Khumalo
âȘ Nkwali (Mfengu/Hlubi) â Bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi
âȘ Tolo â AmaTolo akwaNongwandla,Tolo, Nongwandla, Mchenge, MaBhanekazi, Ngwenyankomo, Dlangamandla, Zulu, Masali, Mfingo, Amajubantlantsi, Vumba lempongo liyanuka, Nozinja Ziyakhonkotha kuba zithi: Hawu! Hawu! Hawu! Xa zibonâ umntâ ozayo, Nozinja ziyaqhingana kanti zenzâ umntwana, Umlambâ awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza, Oonkuni azothiwa kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.
âȘ Dlamini (Zizi) â Zizi, Jama kaSjadu, Mabetshe, Bhanise, Ngxibâinoboya, Fakade, khatsini, mtikitiki, nomana ndabâazithethwa intsuku ngentsuku,bhengu, nonyathi
âȘ Shweme â Gqagqane, Limakhwe, Zilamkhonto, Mfene, Hlathi, Jambase, Ngangamsholo Ngcebetsha, Malilelwa zintombi
âȘ Ndlangisa â Thole, Gqagqane, Mcaca, Buzini, Welane, Ndlangisa, Nkonjane, Mfingo, Thombeni, Mzimshe, Lwandl aluwelwa, luwelwa ziNkonjane zona ma phiko made, uMpundeshe, uKhweleta, uDuma
âȘ Jama â Sijadu, Fakade, Njokweni, Ngxilinoboya, Dlamini, Zizi
âȘ Miya â Gcwanini, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa
âȘ Khumalo â Mntungwa, Okhatshwe ngezindâizinyawo, Nangezimfushanyana, UMkhatshwa wawoZimangele, Mbulazâomnyama, Abathi bedlâumuntu, Bebe bemyenga ngendaba. Abadlâizimfâezimbili, Ikhambi laphuma lilinye. Lobengula kaMzilikazi, UMzilikazi kaMashobana, Shobana noGasa kaZikode, Zikode kaMkhatshwa. Mabaso owabasâentabeni, Kwadliwa ilanga lishona Bantungwâabancwaba! Zindlovu ezibantu, Zindlovu ezimacocombela. Nina bakwaMawela, OwawelâiZambezi ngezikhali. Nina bakaNkomo zavulâinqaba. Zavulâinqaba ngezimpondo, KwelaseNgome. UNkone evele ngobusâ emdibini, Nina enalâukudlâumlenze KwaBulawayo! Mantungwa aluhlaza! Mantungwâamahle! Bantwana benkosi, Nina bakwaNtokela! Inkubele abayihlabe ngamanxeba, Abamkhule ngezinyawo ezimfushanyana, Nezimaqhukulwana. Inyangâ abathe bethâ ifilâuZulu, Kanti isiyetheswe, Yetheswe ngoNyakana ka Mpeyana. UBando abalubande balushiyâ uZulu. UNyama yentini yawo Zimangele. UNkomo zavulâinqaba ngezimpondo, Ngoba zavulâiNgome zahamba. UNtshwintshwintshwi kaNoyanda noNdaba. Ndabezitha!
âȘ Nozulu, Thukela, Mchumane, Mbanguba, Kheswa, Mpangazitha, Macocobela yena onempundu ezincinci ezifuna uncanyiswa, Qhudeni, Mvelase, Mathibane, Ngoza, Sonyangashe, Makhonzâ egoduka, Mfazi uncancisa usana ngebele elinye, Thukela umlambo ongawelwayo uwelwa ziinkonjane zodwa, zona zidlisela ngamaphiko
âȘ Ndlela â uNdlela, uMatyeni, uNongobe, isilila gazi njengoba abanye belila iinyembezi, bakhama indoba yanyela emphandeni, amaNala amnandi njengebele likabelenyane, bhekuza enkundleni kwadadeboyise umNtambose
âȘ AmaBhele â (asuka kwintaba yeLenge, baqhekeke kathathu kuMaliwa, Donga nakuSiphahla-phahla,uDonga noSiphahla-phahla bangenela kumaZulu babangabakwaNtuli,uMaliwa weza kwaGcaleka,uMabandla wehlela kwaGcaleka,uMabandla waya kwaRharhabe,Bhunta uGatsheni/Gatyeni uzalwa nguNdlovu kaMasoka(Masombuka))
âȘ Gatyeni â Mamali,ndondela,nkomo zibomvu,nywabe, indoda uyivumi nepokoto, ocubungu)
âȘ Mbanjwa
âȘ Ndlovu â Mntungwa Gengesi Malunga Mancoba (zidlekhaya ngokuswela umalusi)
âȘ Skhosana â Skhosana, Novaphi, Mntungwa, Ntuthwana, msikamhlanga, uNtuthu uyeaqhuma zonke izizwe zabikelana zathi ngabakwaSkhosana. Dung
âȘ Xolo â Dunywa, Nzimakhwe, Thuse, Ntshuntshe, Manci, Zotsho
âȘ Zulu â Ntombhela, Mahlahlula emaduneni, Tshaka
AmaHlubi
Hlubi, Bhungane, Bhungane kaNsele, Zikode!Bhungane wenza ngakuningi, Makhulukhulu, Umkhulu Nkulunkulu kodwa awunganga Bhungane, UNkulunkulu uziqu zintathu, kodwa uBhungane uziqu zingamakhulukhulu, Mthimkhulu, Mashiya amahle, amade anjenge nyamazane, Mafuzâ afulele njengelifu lemvula, mashubelâesavela. Sâgoloza esimehlo abomvu esibheka umuntu kubengathi siyamujamela, Ndlubu ezamila ebubini bamadoda, Ndlubu ezamila emthondweni (kwasothondose)
Nina enindlebe zikhanya iLanga, Nina enindlebe zinhle zombili, Nina bosiba olude olungakhothami ndlwaneni kodwa kwezinde luyakhothama, Nina omagawula imithi emincane emikhulu ivele iziwele
Mahlubi amahle, MaNgelengele amahle, Nina maHlubi anzipho zimnyama ngokuqhwayana
Mashwabade owashwabadela inkomo kanye nezimpondo zayo
âȘ Rhadebe (Bhungane, Mthimkhulu, Ndlebentleâzombini, Makhulukhulu, Mafuzâ afulele njengelifu lemvula, Mashwabada owashwabadelâ inkomo nempondo zayo, Mbucwa, Zikode
âȘ Dontsa â oNoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, oMntungwa uNdukuMkhonto, uShembe, bathâ uDontsa akananyongo kantâ abayâbonâ uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo
âȘ Nkwali (Mfengu/Hlubi) â Bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi, Enyonâ engadliwa ngabafokazana idliwa ngamakhosi. Buzâ elikhulâ elagedlâ umhlanga, Kwavelâ amaBuzâ abuzwana. NgabakwaNongubo-ntloko. Abanye bazitetilâ abanye bazithwele. Inkwali yintakâ engcondo zibomvu Edla ikhethe lomfula (Nkwali uzala u Maphela no Mlabatheki , uMlabatheki azale u Bhukula)
âȘ Kheswa â noZulu, Mpafane, Mchumane, Mpangazitha, Macocobela, Mbanguba, Thukela
AmaBhaca
âȘ Zulu â OoZulu, Khalimeshe, Nofisa ongafi, ofa ngamaloyo. Mageba Ndabezitha , ooNombuso ooVebi ooWabane. Mafula ngesibumbu ngexa yokuswela ingobozi, Notibunwana etincane ngokwuswela tona, onato ufute kulo nyoko, Thole leSilo ngoba yiSilo ngokwasoâŠ
âȘ Wushe â ooMjoli, Phathwa, Wushe, Qubulashe, Mthsi owathsi ukuwa wabhekisa amasebe eThukela, Nonkasa, Mbedu, omaphungelâ esosini amakomitshi ekhona, masindza ngonwalu itizwana tisindza ngobulongwe, Godongwana kaMjoli ka Bekwa kaWushe ka Lufulwenja kaMageba.
âȘ Mjoli â Qubulashe, Indlu kaSondzaba, Hlathi, Nonina, Mswanzeli, Nokholwa wokwakhe, Wabane, Maqholo, Mthi owathi ukuwa wabekisa amasebe eThukela, Nyawo, Danisa, Ntundzela, uMalandelwa zintombi zithi ndizeke, Babalo, mzimvubu, Izotshwâelihle, Uphika-nelanga, uNoma-ndzondzo, uMshwawu, uDlilanga, oBuso bumnyama ngathi sisonka sojiwe
âȘ AmaChiya â ooGalweni, ooChiya wohlanga, Sodladla, Magangadzâ udonga kuvuleke indlela ,cwangu cwangu.
âȘ AmaMpovane â Siwela, Vitsheka, Matalankosi, Songiwe, Nomlakalakane, Gubudza Nyamana
âȘ AmaNqolo â amaNqolo, oaGaba kathsayithsi omahlambahlaletsheni ngenxa yokuswelâitawuli, abantu abangayekhathsi imbola ngoba bahleli bebahle, bakhi bexonya bangaleluki
âȘ AmaNcwabe
âȘ AmaJili â ooMasengâ inkomo noba ilele ngenxayokuthsandza intusi
âȘ Mweli (Jili, Msingawuthi, Ngqambela, Sibakhulu, Ntlangwiniâs enebathat yaseMakhuzeni)
âȘ AmaNdlangisa â Thole, Gqagqane, Buzini, Ndlangisa, Mzimshe, Lwandle
âȘ AmaTshezi â Jalamba, Mqalungangenduku,
âȘ AmaTolo â ooTolo, ooDlangamandla, Mchenge Mabhanekazi
âȘ AmaJuta â OoJuta, Mencwa, Sjekula
âȘ AmaGusha
âȘ AmaNjilo â Manci, Mkhonde, iSâkhonde esikrakrayo, iNdlovu esikwa ihambha, Vela bethetha, Njilo, Balisa, Debule, Msokweni, Silwa nenkunzi mbini, Kubhejâumsobomvu, Wabane, Tyani, Bhekiso, Ndlovâedli goduka, Mbali, Mdludla odludlâamthambekâebhekâothukela, Qolo, Zotsho, Mabandla kamaqolo, Maqolo engqelezintabeni, Tshitshisâintaba, Mdludla ka Bekiso, Zinde Zinde, Zinemiqala engenamqala sisilima
âȘ AmaKhambule â Khambule Mncube Mayela omalandelwa yintombi ithsi bhuti nditeke
âȘ AmaMbotho â Juqu, Juleka, , Mlibati, Matala Nkosi, Sigwamba sentswangu, NgqizaZibutha kandaka-ndaka, Mbotho
âȘ AmaDladla
âȘ AmaBhele â Dlambulo, Khuboni, Qunta, Mafu, Langa, Mnomana, Mbutho, Ncwana, noNtanda kuphakanyiswa, Ulanga lokulunga, Umbutho, noMbikazi ngobâumntâogxathu akalahlwa, umafuza afulele njengelifu, Ndabezitha, uNtshangase, Madiba-ndlela. Iinto ezidiba de zidibe nendlela, Unontanda Usengelâabantwana xa likhithika, unosepha ayigijimi iyakhokhoba ukubhekâ eluqala, undamane, amyengane, amayekethe, Undlwana zinamaphela phezâukwentab kalenge, othebulâukunatha nje ngabendlâenkulu Umakhunga, unkilane, umabandla, uvaphi, Iintwâezimpundu zinga zingongiwa, Amatya egoduka khonâukuze angathinjwa lithambo lasemzin, nditshâabatyâisikhwebu sakwamkhwekazi, kwaNoqambulo, Iintwâezingawutyiyo umbilini wempahla, ezityâowenyamakazi yonâihlalâemahlathini; Iinyathâezasindâabazingeli sebezosele, Ingabâasilobhele elo, ngoba ibhele laphekwa nelitye lenyengane, lavuthwa ilitye, lasala ibhele lihleli, amaBhele izinto eziqhwanyaza ngemali. Zibunywana zibutshelezana zinga zingazingangiwa ngabakhwekazi, Bhedlana lase Lenge, amaBhele asicoco sinuka intsindwana amakrokrozela njengelifu lemvula, Mphemba abantu Bephemba ngamabele kanti abafokazana baphemba ngamaphepha, Silo sase Lenge ngwane yezixhobo zothukela, umthanâ ontyingantyingana omi phezu kwentaba, Inyathi eyasinda abazingeli sebeyosele izinto ezingawudliyo umbilini wenkomo,zidla owenyamakazi
âȘ AmaGamedze â Gamedze, Mntimande, Bhambolunye tingaba mbini tifute ekhaya kulonyoko
âȘ AmaHlubi â (hayi isizwe samaHlubi kaLangalibalile, kodwa itibonga nabantu ababesuka kwisizwe samaHlubi)umzekelo ooRhadebe â Mafuzâ afulele njengefu lemvula! Mashwabada, owashwabadelâ inkomo kanye nempondotayo!
âȘ AmaDlamini â (hayi isizwe samaDlamini, kodwa abanye abantu bakwaDlamini ngesiduko)
âȘ AbakwaMasoka
âȘ AmaXesibe â (hayi abantu besizwe samaXesibe kaXesibe wakuloMpondo noMpondomise, kodwa kukhona abantu abangena phasi kukaMadzikane bamaXesibe) oo Ncosa ooBhuku Sinqashe Nkamangane Mfazi webelelide elancelisa ingane phesheya komfula uMganu Sabela wabizwa emazibukweni Xesibe
âȘ AmaBhovu â ooDumela oMvawâbhekwa ubhekwa abawatiyo ooGxumisa
âȘ AmaNguse â ooFola Fakade Mabembe khabekhulu Folâodlilaxa Nguse Ngubezizwe unyawunyawu
âȘ AmaGebashe â
âȘ AmaDzana â OoDzana oKhatsini omncwabe omfupi
âȘ Sinama â Rhadu, Mjoli, Somadoda, Fikeni, Nhlumayo, Gcuma, Malandelwa yintombi ithi ndizeke noba kungesipha samazimba, Iintombi ezinamadhusu amhlophe ngathi zihlamba ngobisi, Wulawula mathole endlovu
AmaXesibe
âȘ Xesibe â Nxanda kaXesibe, Mnune Mkhuma, Nondzaba, Mbathane, Nondize, Bhelesi, Matshaya ngenqawâende abanye betshaya ngezimfutshane, Nxele, Bhimbi, Khandanyawana, Mayitshinâeyibheka njengomntwana, Mantsaka, Mganu. Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho
âȘ Qwathi â Dikela, Noni, Noqazâ indlela. Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqazâindlelâebhekâebuNguni. KumaQwathi kukho amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooSâximba, etc.
âȘ Mambi â Nxontsa ka Xesibe, uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu, Mntshontsho, uSabela uyabizwa emazibukweni)
âȘ Matshaya â Mbathane
Iziduko â Xhosa Clan Name
Xhosa clan names (isiduko (sing.), iziduko (pl.) in Xhosa) are family names which are considered more important than surnames among Xhosa people. Much like the clan system of Scotland, each Xhosa person can trace their family history back to a specific male ancestor or stock. Mentioning the clan name of someone you wish to thank is the highest form of respect, and it is considered polite to enquire after someoneâs clan name when you meet them. The clan name is also sometimes used as an exclamation by members of that clan. When a woman marries she may take her husbandâs surname, but she always keeps her own clan name, adding the prefix Ma- to it. A man and a woman who have the same clan name may not marry, as they are considered to be related. Clan names A few clan names of amaXhosa and related ethnic groups include:
âȘ Bhayi (Khetshe, Mkhumbeni, Msuthu â they belong to the amaVundle people)
âȘ Bhele (divides into several sub-clan groups: Dongo, Langa, etc.)
âȘ Bhukhwana (ooMbara, Mtshobo, Phaphulengonyama, Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo)
âȘ Cethe (ooChizama)
âȘ Cirha (ooNcibane, Nojaholo, Ntswentswe, Qhanqolo, Sihlobo SikaPhalo, Hlomla lidala lineempondo, MGcaleka) by AD
âȘ Deyi
âȘ Debeza â OoDebeza, ngoJebe, Nonyanya, Nongoqo, Mbeka Ntshiyini Bathi uqumbile, Khonkcoshe Mbokodo engava mkwetsho (These are royalty in the Amampondomse group. Their main concentration is in the former Transkei, in Tsolo, Qumbu and Umthatha in the Eastern Cape.)
âȘ Dlamini (or Zizi,Jama kaSjadu, Mabetshe, Bhanise, Ngxibâinoboya, Fakade the clan name of Thabo Mbeki, khatsini, mtikitiki, nomana ndabâazithethwa intsuku ngentsuku,bhengu, nonyathi an Mfengu subgroup)
âȘ Mdlane, Tutuse, Mdimba
âȘ Dlomo (different lines, Thembu or Hlubi subgroups) Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Zondwa, Sophitsho, Ngqolomsila, Vela bambhentsele, Tubhana, Qhumpase, Tande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, oZondwa zintshaba ezingasoze zimenzele nto.
âȘ Dontsa â oNoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, oMntungwa uNdukuMkhonto, uShembe, bathâ uDontsa akananyongo kantâ abayâbonâ uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo⊠(Hlubi clan)
âȘ Dosini
âȘ Duma (Nxuba)
âȘ Faku (Nyawuza, Thahla, Ndayeni, Mpondo, Hlamba ngobubendâamanzâekhona)
âȘ Gaba (Mngqosini, Mjobi, Thithiba, Cihoshe, Nozinga, Mntâwomlambo, Thikoloshe, Ndoko, Mbokodwâemnyama Kahili, Msuthu)
âȘ Gadluma
âȘ Gambu (Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi)
âȘ Ganu
âȘ Gatyeni (Mamali,ndondela,nkomo zibomvu,nywabe, indoda uyivumi nepokoto, ocubungu)
âȘ Gcina, Helushe, Xhamela Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho (Bahamba bephethâisali â ihashe bakulifumanâemlungwini, izinto zabantu abazibi koko bayazigcini, bathi iigusha ziziduli zentaba). The Gcina clan is originally from Lady Frere in the Eastern Cape. The amaGcina are thought to be kings of Lady Frere as they are the dominant clan. Mawande Ntantiso
âȘ Gebe (a Bomvana clan name)
âȘ Gqunu
âȘ Gqwashu (with Khoikhoi ancestry)
âȘ Gqwarhu â omhlophe, Khawu, Ntenge, Mtabasa ka Dingana, Jalamba
âȘ Gxarha â Cwerha, Vambane, Mahlahla, Mlawu, Potwana(Mpodomise subgroup clan name)
âȘ Hegebe
âȘ Jola SingaMampondomse ngohlanga, ooJola, ooJoliNkomo, ooMphaNkomo, ooQengeba, nomakhala, njuza, sthukuthezi, sithandwa mhla kukubi, hoshode, hakaha, mfazâ obele ânye omabele made, oncancisa naphesheya komlambo
âȘ Jwarha (Mtika, Mazaleni, Jotela, Khatiti, Mnangwe, Mayarha, Mbelu, Ndabase, Bantwâabahle noba baphethâ izikhali,
âȘ Khawuta
âȘ Khiwa (Qwebeda) (Khonjwayo,Ngcekula, Ndzondela, Hlaka, Ngetu, Phoswa, Silwanyana, Makalanyana, Sikhehlana a Pondo clan)
âȘ Khonjwayo Isizwe noMnombo (Tribe Genealogy): Sizakuwubeka ngokokuzalwa kwabo, sithatha nje iintloko zabo,,,,uChithwayo uzala uKhonjwayo, uKhonjwayo azale uKhiwa, uKhiwa uzele uNgcekula(Inkosi eyayiphethe ngexesha lakudala ihlonitshiwe)uNgcekula uzele uNdzondela kwindlu yake enkulu(Great House) ,noNtsikinyani ekunene(Right House).UNdzondela wazala uHlaka, uHlaka wazala uNgetu, uNgetu wazala uPhoswa, uPhoswa wazala uSilwanyana, uSilwanyana wazala uMakalanyana, uMakalanyana wazala uSikhehlana, uSikhehlana yena uzala uTatana. Ngoku singena kwinzala yendlu yasekunene kaNgcekula, uNtsikinyana uzele uMakhanda, uMakhanda wazala uNogemane kwiGreat House, kwiRight house wazala uThungana. Masiqale kwindlu enkulu, uNogemane uzele uGwadiso(Dumile), uGwadiso wazala uGodloza, uGodloza yena wazala uNtenteni, uNtenteni wazala uGobizithwana(uZwelidumile) waza ke yena uGobizithwana wazala uDumisani inkosi enkulu ephethe isizwe samaKhonjwayo ngoku. Kanti ke uThungana yena wobunene buka Makhanda uzele uSithelo, uSithelo wazala uPhonyela, uPhonyela wazala uMakhizinyani, uMakhizinyani yena wazala uHlathikhulu, uHlathikhulu yena uzala uThulani.
âȘ Khumalo (Mfengu clan name)
âȘ Khwetshube (Mpondo clan name)
âȘ Kwayi (Ngconde, Togu, Ubulawi, Ngcondâoneentshaba, etc.)
âȘ Madiba (the clan name of Nelson Mandela, a Thembu. Important rulers and chiefs include Mthikrakra, Ngangelizwe, Dalindyebo, Joyi, Jumba, Sabatha, Buyelekhaya) Dlomo, Madiba, Yem-Yem, Zondwa, Sophitsho, Ngqolomsila, Vela bambhentsele, Tubhana, Qhumpase, Tande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, oZondwa zintshaba ezingasoze zimenzele nto.
âȘ Maduna (Gubevu, Nokhala, an Mfengu clan name)
âȘ Mambi (Nxontsa ka Xesibe, , uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu,Mntshontsho uSabela uyabizwa emazibukweni)
âȘ Manci (Mbali, Wabane, Tshitshisâintaba, Mdludla ka Bekiso, Zinde Zinde Zinemiqala)
âȘ Maya (omaya oyem yem osophitsho, omagwa, ongqolomsila, obhomoyi)
âȘ Mahlangu
âȘ Matshaya Mbathane
âȘ Mbanjwa
âȘ Mbatha
âȘ Mbotho
âȘ Mdlangathi: Mome mome Sirhama Somntwana, Juta
âȘ Mfene: Lisa, Jambase, Hlathi, Buswayo, Canzi, Sanzanza
âȘ Mhaga (noSabe, Amawelâukuzana, uQwetha no Gqubushe)
âȘ Miya, Gcwanini, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa
âȘ Mjoli (Qubulashe, Wushe, Nonina)
âȘ Mkhwemte Dabane Sgadi Mekhi Ntswentswe Fulashe Nojaholo Ncibane Qhanqolo Ntlokwenyathi Ngququ venge
âȘ Mpangela, Mvinjwa, Rhoshana, Ndlazi, Dlomo, Sibetho, Magwala, Gwadzi elisilika bubuhle.
âȘ Mpehle (Mpodomise subgroup clan name)
âȘ Mpemvu : uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva(a Thembu clan name)
âȘ Mpinga, Mbetshane, Hlahla lamsikâ umntu es*ndeni, ngceza, Sintila, Nyawâ zinoshukela, mzukulu kaSityulu, kheth âomthandayo, Mawawa, ): the clan of Enoch Sontonga, author of âNkosi Sikelelâ iAfrikaâ, part of National Anthem of Republic of South Africa.
âȘ Mtakwenda (Leta, Libele, Tyebelendle, Ngcwadi, Kwangeshe, Mentuko, Mboyi, Solizembe)
âȘ Mthunzi (Nyukwana, Homposhe, Njifile, Ntibane, Pepepe, Thambo lihlabâelimzondayo, Qabelâeliweni)
âȘ Mvulane (Ncilashe, Msuthu â they belong to the amaVundle people)
âȘ Mweli (Jili, Msingawuthi, Ngqambela, Sibakhulu, Ntlangwiniâs enebathat yaseMakhuzeni)
âȘ Myirha Mzondi Sampu Ziyeka (Ithambo lenyoka lihlaba elimzondayo)
âȘ Nala, Mpembe, uNdokose, Nokhayâehlungwini, uNgquma, uNojakadelana, uSbheku-bhekuza, uMpondo zihlanjiwe, uJiba isihlobo sikaDzangwe, uHlubi. Originally from amaHlubi and abaThembu tribe.
âȘ Ncuthu
âȘ Ndaba (Tshibase, Bhadela, Mntungwa, Nonunu, Nomangcangca, Nogubela)
âȘ Ndala (Ndala ka Momamana, uMncotshe, Msunu Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Ndithinina )
âȘ Ndlovu Mntungwa Gengesi Malunga Mancoba (zidlekhaya ngokuswela umalusi)
âȘ Ndzaba (Msuthu, Bhili, Mancoba, Gase, Mwelase) into ezehla ezintabeni/ezinkahlambeni zishubele ngenqatha lehasheâŠ
âȘ Ngcitshane
âȘ Ngxongo
âȘ Ngwanya
âȘ Nkomo (Mntungwa, Khumalo â amaMfengu. They are originally Ndebele from Natal and arrived in as refugees in Thembuland in 1828 during the time of the Mfecane wars.)
âȘ Nkwali (Mfengu/Hlubi clan name: bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi). The Nkwalisâs were born ebukhosini (kingdom) buka Ndwandwe and they were famous during the rule of Dlomo the Thembu king. Nkwali originate from Mkhwanazi ka Ndwandwe. Nkwali joined the amaHlubi tribe. Nkwali gave birth to Mlabatheki who gave birth to Bukula. Same as Bukula, Maphela also comes from Nkwali. Mapela (Xhosa name for cockroach) got the name because he was so wealthy that his wealth was all over like cockroaches.
ââŠAbakwa Nkwali bazalwa ebukhosini, kunjalo nje baduma kakhulu ngolawulo likaDlomo. UMlabatheki wayengumfo wakwaNkwali; yena uzala uBukula, lo ufungwayo ngabo. uBukula ngulo wamisela uNtsele kubukhulu bamaHlubi, gokusuka amkhelele amanzi ngophondo ukuba awase kuise-mkhulu uDlomo. AbakwaMaphela isekwa ngabakwaNkwali. Balifumana eli gama kuba ubutyebi babo buska banyakasela ngokwamaphela, kwaba se kusithiwas ngabakwaMaphela. âNgabakwa Nkwalâ enkosi, Enyonâ engadliwa ngabafokazana idliwa ngamakhosi. Ngabakwa Buzâ elikhulâ elagedlâ umhlanga, Kwavelâ amaBuzâ abuzwana. NgabakwaNongubo-ntloko. Abanye bazitetilâ abanye bazithwele. Inkwali yintakâ engcondo zibomvu Edla ikhethe lomfulaââŠâ Source: IZiduko zama Hlubi, ngu Henry Masila Ndawo. Published by Lovedale Press, 1939. Found at Rhodes University Library. Last updated 12/03/2013 nguNkwali, uBukula, uThando wakwa Mjebeza kaNokuni ozalwaNgumsithi yena ozalwangu Mjebeza eGobozana eQonce.
âȘ Nompunzi ((thole lempunzi), Gcodi, Lusalu, Catala ka Qoyi, mbumbulu inye zingabambini ziyadubulana)
âȘ Nozulu (Kheswa, Mpafane, Mchumane, Mpangazitha, Macocobela, Mbanguba, Thukela) by AD
âȘ Nqarhwane (ooZduli, ooHintsabe, ooMaqhula, ooHlabilawu)
âȘ Ntshilibe
âȘ Ntshiza, Gubha, Mbamba, Nakazana
âȘ QwangqwaâŠâŠ.elimnyama nezinja zalo
âȘ SimelelaâŠâŠâŠâŠngentonga ebuthelezini
âȘ MalilwelwaâŠâŠ..zintombi zithi bhuti ndizeke andinaMama andinaTata
âȘ Mpumlo-nkuluâŠ.igcwelâumfinya.
âȘ Nxasana
âȘ Nxuba (Mduma, Rhudulu)
âȘ Nyawuza (Faku, Mpondo ruling line, chiefs including Faku, Sigcau, Bokleni, Ndamase)
âȘ Nzothwa
âȘ Mqadi Ngqwili Nondlobe,Ngcwina,
âȘ Qhinebe â Gqugqugqu, Zithonga-zthathu, Haha, Mlunjwa, Mkhomanzi, Duka namahlathi,konjanĂ©mnyama idlalĂ©mafini.
âȘ Qocwa (Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga Mbizana, Mabombo)
âȘ Qoma (Qomukuyitya, Nyoyela, Nwaba ndikwenze, Singqu, Sisiqobo eso) by AD
âȘ Qithi (Ndinga, Nkomo ayizali izala ngokuzaliswa, Yem-yem, Sopitsho, Ngqolomsila, Velabembhentsele, Zondwa, Thembu)
âȘ Thwane (Fulela wanetha, Mfazi olivila, Mpemvu,Sabelo, Wuwu)
âȘ Mqwambi, Holomi
âȘ Qwathi â Iinkomo zikaXesibe, zikaJojo, zikaMtshutshumbe, ogqazâindlelâebhekâebuNguni. (The amaQwathi are not a clan but an independent nation founded by Mtshutshumbe kaMthetho who split from the amaXesibe nation and settled in the Mqanduli area in Thembuland some 350 years ago. Later they settled in their present capital of Engcobo during the reign of King Dlomo of abaThembu, about 1680. This small but fiercely independent and anti-colonial nation divides into several clans: amaDikela, amaTshaba, ooSdindi, ooBhlangwe, ooBhose, amaNzolo, imiNcayi, amaNtondo, amaKhombayo, ooMkhondweni, amaVumbe, ooKhebesi, amaBangula, amaDumba, ooMhotho, ooCakeni, ooBhabha, amaMvala, amaDabisa, ooSâximba, etc. Prominent chiefs include the heroic anti-colonial Stokwe ka-Ndlela, the courageous Dalasile kaFubu, the great Fubu himself (who fought and killed both Rharhabe and his son Mlawu in 1782, defended his capital and defeated Madzikane of the Bhaca in 1824 and Matiwane of Ngwane in 1828 during the Mfecane wars triggered by Shaka, etc.), Zwelakhe (present chief))
âȘ Rhadebe (Bhungane, Mthimkhulu, Ndlebentleâzombini, Makhulukhulu, Mafuzâ afulele njengelifu lemvula, Mashwabada owashwabadelâ inkomo nempondo zayo, Mbucwa, Zikode (amaHlubi)
âȘ Rhoyi
âȘ Sango â Nzitha, khwayikhwayi
âȘ Sithathu â means âthirdâ (the third Khoi-khoi ancestry clan)[oChisana, Khopoyi, Ndebe, Hasa,Lawu]
âȘ Skhosana (Skhosana, Novaphi, Mntungwa, Ntuthwana, msikamhlanga, uNtuthu uyeaqhuma zonke izizwe zabikelana zathi ngabakwaSkhosana. Dunga) by Onesimo Langeni
âȘ Skhoji (A group of Xhosa speaking people who mainly occupy the small town called Tsolo on the Tsitsa valley. They are the direct descendants of a Scottish man by the name of William Saunders who befriended a Xhosa girl and later had issue.)
âȘ Shiya
âȘ Sohobese
âȘ Sonani
âȘ Sukwini (with Khoi-khoi ancestry) â [Chwama, Dibashe, Lawuândini, Nja-bomvu, Sandlala-ngca, Ithole loMthwakazi, Tiki ayivumi napokotho, unnqayi linqindi,imvaba yiketile]
âȘ Thangana (Krila,Mtengwana, Rhaso, Mâbamba, Bodlinja, Gobingca)
âȘ Thole (Gqagqane, Buzini, Ndlangisa, Mzimshe, Lwandle)
âȘ Tolo (Hlubi clan name â Dlangamandla, Mchenge, Mabhanekazi, Zulu, Vumbalempongo liyanuka)
âȘ Tshangisa (Zulu, Skhomo, Mhlatyana, Rhudulu, Nxuba, Mngwevu)
âȘ Tshawe (the ruling house among all the Xhosa. Chiefs include Hintsa, Sigcawu, Sarhili, Xolilizwe, etc.)
âȘ Tshezi (the ruling Bomvana clan of the Jalamba-Gambushe line, with European shipwreck ancestry)
âȘ Tshomane (with shipwreck ancestry, split from the ruling Nyawuza clan of the Mpondo)
âȘ Tshonyane [The clan name of chris hani] (aphuma kubelungu abatyekezwa yinqanawe), (Chungwa, Dikiza, Sawu, Tota, Simnke, Khwane, Hani, Zulu, Mthâuzimele, Gqunukhwebe, Nkomo zâbomvu)
âȘ Xesibe (AmaXesibe are a nation made up of several clans and tribes but their history is not well documented. Common clan names are: Nondzaba, Mbathane, Tshomela ka Matsho).
âȘ Xhamela (They are also called amaGcina, found in Thembuland).
âȘ Yeka (uMyeka, umThembu, unoYhila, umNgqavu, uMvela, uMjuku⊠njalo njalo)
âȘ Zangwa (Khwalo, Ncuthu, Sohobese, oonkuma â amaMpondo).
âȘ Zima â Ceduma, Sopitsho, Bhomoyi, Vela bembhentsele. (AmaZima yinzala ka Zima. Imbali ithi uZima ngumntakwabo Ntade. uNzima wayemdala ngokweminyaka kodwa ezalwa kwindlu yasekunene,
âȘ uNtande ezalwa nguNdlunkulu (Great House). Siqikelela ukuba bobabini bangoonyana bakaToyi kaCeduma ka Dunakazi ka Bhomoyi ka Thembu ka Ntongakazi ka Malandela ka Njanye ka Sibiside)
âȘ Zulu (Ntombhela, Mahlahlula emaduneni, Tshaka)
Major Xhosa-speaking nations or groups
Not all Xhosa speaking people belong to the amaXhosa nation whose rulership descends from amaTshawe (the Gcaleka and Rharhabe rulerships. The amaXhosa nation are the descendants of the line of Tshiwo to Phalo who begot Gcaleka and Rharhabe. Some people make the mistake of saying all Xhosa speakers are Umzi kaPhalo. The House of Phalo split into the amaGcaleka and amaRharhabe and the kingdom is presently being fought over between these two Xhosa houses. The issue of a Xhosa kingdom remains unresolved. These nations or groups include:
âȘ AmaBhaca (descended from Madzikane, chief of the amaNgwane, killed during the invasion of Thembuland in 1828)
âȘ AmaGqunukhwebe
âȘ AmaMfengu (amaHlubi, amaBhele, amaZizi, amaNgwane, etc.)
âȘ AmaMpondo (Pondoland; their kingdom is in dispute, like that of the amaXhosa)
âȘ AmaMpondomise (their kingdom was destroyed by British colonists in revenge for the killing of magistrate Christopher Hope by Mhlontloâs forces during the Anti-Colonial Revolt of 1880. The revolt was led by Mhlontlo of the amaMpondomise together with Gecelo of the amaGcina, Dalasile and Stokwe of the amaQwathi and Squngathi of the abaThembu).
âȘ AmaQwathi (Qwathiland)
âȘ AbaThembu (their kingdom is in dispute between the Matanzima and Dalindyebo descendants â Dalindyebo descedants are regarded as the rightful Kings of Thembu).
âȘ AmaVundle
âȘ AmaXesibe (Xesibeland
âȘ AmaXhosa (Xhosaland; the kingdom is in dispute between amaGcaleka and amaRharhabe â AmaGcaleka are regarded as the rightful Kings of AmaXhosa)
The AmaMpondo have their separate lineage that is traceable from Sibiside to Dlemini to Njanya, to Mpondo and Mpondomise (twins) and Xesibe. The descendants of Mpondo are Santsabe, Sukude, Msiza, Ncindise, Cabe, Gangata, Bhala, Chithwayo, Khonjwayo, Ngcoya, Hlamandana, Tahle, Nyawuza and many others. The descendants of Xesibe are Ntozabantu to Ndzuza to Miyana to Bimbi to Nondzaba who begot Hlabe to Mthetho to Mtshutshumbe who founded the amaQwathi nation. Mtshutshumbe begot Mndwana begot Ncobe begot Nkovane begot Ntswayibana begot Dikela. The amaMpondo, amaMpondomise, amaXesibe and amaQwathi nations are related but the amaQwathi settled in Thembuland more than 350 years ago and as a result Qwathi chiefdom is more Thembu in culture and political association.
- Mapholoba,
- Nyuswa,
- Fuze,
- Mavela,
- Mafuzafulele njegefu lemvula,
- Mashiyamahle sengathi azoshumayela,
- Mavulankungu kuvelilanga,
- Sididane,
- Ngongoma,
- Maqadi amakhulu,
- Mbili
Dube
- Mbuyazi,
- Lushozi,
- Mafukuzela,
- Nyamazane,
- Nzwakele,
- Mbuyisa,
- Gobhozi,
- Nyuswa,
- Ngcobo,
- Fuze,
- Mapholoba,
- Ama-Qadi
Abakwa Dube nabakwa Ngcobo abantu banye.
Dlodlo:
- Mabanga,
- Mtingi,
- Bangile,
- Bhengela,
- Mthiyane
Duma/Dumisa:
- Ntenga,
- Mthombeni,
- Walaza,
- Dlangisa,
- Gcwensa,
- Ndimande,
- Mvula
Nzimande
- Mphephethwa,
- Mdluli,
- Mdlobhiya,
- Mangcamane,
- Ngwekazi,
- Gwala,
- Mancama,
- Vilakazi
Dumakude
Shange
Nzimase
Sishi
Goba
Jangaza
Ntshalintshali
Phathwayo
Gwagwa
Mlambo, Qunga
Gwamanda
Yenga, Sochumase
Jwaha/Jwara:
- Mbelwa,
- Mnangwe,
- Sjekula,
- Gubeshe,
- Theleza,
- Lenge,
- Ndawonde