izithakazelo

clan names 💛 clan history 💯

izithakazelo

Nhlanhla Mzilankatha clan praises & History

NHLANHLA:

Nhlanhla Mzilankatha mncube lonsundu nezinyawo zakhe, izala kulandela langa lishoshona kononcwayi, omfazi omabele made uwancelisa untwana ngaphesheya kwegwa – neligwanyana.

Umashiya impala aye empahleni dungamanzi, izibi zomtwana zathi ngokuthanyelwa zabuyela ekhaya umathebethebeni.

Continue reading>>

Qibe clans

Anyone who knows Qibe clans please tell us by making a comment below

Makhabane Clan Praises & History

izibongo zakwa Makhabane

Nkosinde Nkosindo hlahla
Gulase Mhlophekazi
Kasiwela
Izalukazi zafa ngoku qaqazela
Ama khehla afa ngoku thuthumela
uSwane ka Nyambose
uNtuli zenkomo
uLokothwayo
Nina baka Sozazi
Bakaloshiwo
Sizwe saba Ngoni
Nzalokazi yeSibani esihle
iNdlovukazi ekhanyayo
uBusi Maseko
Izi nstizwa eziwu ntathu
Mfula ogeleza aba Holi be ndabuko
Jubi no Eva
Stjalo esingezi kufa msunguli
Hlangana mzontsundu
Sandile mphimisele we mvelo
Mawubuye umhlaba masande isizwe
Nina bencadi engezi uku phela
eYakhelwe phezukwe dwala eLiyisi Thembu
Indoda yama khosikazi anga phezulu kwama hlanu !

Mngoma origin

Nina Enasuka Eswazini ningo mngometulu nafika ngapha naba o Mngomezulu
nathi senande kakhulu naba oMngoma

Mohale clan names Siswati

Mohale,
Nyosi,
Mbuyisa,
Masekelalive lebesutfu,
Wena wesichwe nezinyamazane,
Msutfu !

Msipha clan names & History

Msipha surname: if you know Msipha clan names or their history, please add in the comments below.

Mahape clan names

This surname is currently not listed.

Mahape surname: if you know Mahape clan names or their history, please add it in the comments below. thanks in advance.

Ntanzi ka Biyana

Imvelaphi ka Biyana
Ubiyana weyevela emGungundlovu kwazulu Natal,waze waduduka esinge eNgqushwa .wamka nalapho wafudukela eTsomo tsojana kwintaba yase qwili apho wadibana nesizwe sakwa Mthinkhulu orhadebe.wokha ubuhlobo nesosizwe sakwa rhadebe kwibinyaka ye 1300 apho eTsomo.Biyana yena waye engumthile wakwa Ntanzi, Vumisa, Nkala, Thotholo, Nomashukumbela, Omacaleni intozomlambo, Shukumbela.
Konke oku kuchaza imvelaphi ka Biyana kwiminyaka ye 1300ukwehla uyotsho kwe 900/ ukuza ngeneno uBiyana weza neyakhe indzalo wazala kwisithembu unyana wakhe kwindlu enkulu Ngqukangquka,Sodiza no Katesi ekunene wazala Matebese no Delihlazo.Eqadini wazala Mkhondo.
Ngqukangquka uzala
Mkunkuli,Notuku,Beni,Mqeno, Buzawe,no Nkwenkwe.ekunene Nyaniso,Ngini,Tsholigu,Tyambi,no Twana.aqadini ngu Jack,Sibulali,Vumisa wathiywa ngokhokho igama elithi Vumisa# kwalandela Xego .
Notuku uzala
Office, Maphikela, Mqotwana, Bhazile no jinja. Sodiza uzala Mfundisi,Ntsundwana,Koliwe no Lumani. Mfundisi uzala Solomoni, Ntsundwana uzala Copani, Koliwe uzala Gcumeni,Hoziya. Katesi uzala Nqoyi,Dwesa no Mcethwa.
Ngini uzala Melithafa kwindlu enkulu unina nguMarhadebe apha kuyacaca ukuba kuqiniswa ubuhlobo buka nkosi uMthimkhulu no Biyana.Melithafa uzala Bertram iintombi Ntombikho no Bella.Samane uzala Zitha,no Gwebindlala intombi Nomvulo Nontutu, Noziphiwe unina ngowakwa Ntandane.
Jinja uzala
Khephu, Mlityalwa, Malungisa, Tyelinzinma, Mawonga, Mzwandile intombi Nomvuyo. Khephu uzala Nombulelo, Siqodolo, Vumisa,nabanye,,, Tyelinzinma uzala Ncedo iintombi Nomgidi no (—–) Mowonga uzala Khayalethu, Mzukisi, Nomthandazo, Ntombebandla, Thembalethu, Vusumzi no Nkosinathi.
Thembalethu uzala
Wanda iintombi Elethu, Sikho no Avethandwa. Mzwandile uzala Mzukho, Siphiwo, Siyabulela no Namhla intombi !

Masina clan names

Masina mfiso mngomezulu, mfati/mfazi onamabele amadze/amande ohlehletela ngaphesheya komfula !

Izithakazelo Zakwa Ngobese

Mkhumbi kaZilu. Mehlo kaZulu,
Wena walala ngenxele koyobe konakele
Mambo, Bantungwa abamnyama,ntinda lase Ntuzuma, Sihayo kaMkhatshwa, Xongo,
Nin’ enanikela ngombuso kubantu basemazweni naqonda ukuhlupheka, Mndonswa!

Page 42 of 1273

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: